Zechariah 2:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Cula uvuye, ntombi yase‐Ziyone! ngokuba, bona ke, ndisiza, ndandiya kuhlala pakati kwako, utsho uyehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Memelela uvuye, ntombi inguZiyon; ngokuba, uyabona, ndiyeza, ndihlale phakathi kwakho; utsho uYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Memelela, uvuye, ntombi inguZiyon; ngokuba ndiyeza, ndihlale phakathi kwakho; utsho uYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Memeza ugcobe, ntombi eyiZiyon, kuba ndiyeza, ndaye ndiza kuhlala apho kuwe,” utsho uNdikhoyo.