Zechariah 2:5 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuba ludonga lwomlilo kuyo, utsho uyehova, ngento engqongayo; ndoba bubungewalisa pakati kwayo kanjalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kuba ludonga lomlilo kuyo mna ngeenxa zonke, utsho uYehova; ndibe bubuqaqawuli phakathi kwayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba mna, utsho uYehova, ndiya kuba ludonga lomlilo macala onke nokukhanya ngaphakathi kuyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndim ngokwam oya kuba ludonga lwayo lomlilo ndiyijikeleze, ubungangamsha bam bube ngaphakathi kwayo.’ Nguwo lowo umlomo kaNdikhoyo.”