Zechariah 2:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba, bona ke, ndiya kuvivinya isandla sam ngakuzo, zaziya kuba ngamaxoba kwizicaka zazo; naniya kwazi nina ukuba uyehova wemikosi unditumile.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba, uyabona, ndiya kulingisa ngesandla sam kuzo, zibe ngamaxhoba kwababezikhonza; nazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba, uyabona, ndiya kulingisa ngesandla sam kuzo, zibe lixhoba labakhonzi bazo; nazi ukuba uYehova wemikhosi undithumile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndosuka ndiziheshe ezo zizwe ngesandla sam, ibe zizo ezixhatshazwa ngamakhoboka azo. Ke kaloku notsho niqonde ukuba nguNdikhoyo onamandla onke ondithumileyo.”