Zechariah 5:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yayisiti kum: Bayakele indlu elizweni le‐Shinare; ngokuba iya kumiswa, iti yona ibekwe apo pezu kwesikondo sayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Sathi kum, Baya kumakhela indlu ezweni leShinare; ithi yakugqitywa, bambeke khona esizeni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kum, Ndiya kwakha indlu ezweni laseShinare; yaye iya kuma ngokuqinileyo, ime apho emhlabeni wayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Saphendula sathi: “Bayisa ezweni laseShinare apho iza kwakhelwa indlu khona. Xa seyigqityiwe ukwakhiwa loo ndlu, le bhaskiti iya kubekwa apho kwisiza sayo.”