Zechariah 6:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NDABUYA ndapakamisa amehlo am, ndakangela, kekaloku bona ke, kwapuma inqwelwana zane pakati kwentaba zimbini; kanjalo intaba ezo bezizintaba zobedu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndabuya ndawaphakamisa amehlo am, ndakhangela, nanzo iinqwelo zokulwa zine, ziphuma phakathi kweentaba zombini;iintaba ke iziintaba zobhedu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndajika, ndawaqwalasela amehlo am, ndakhangela, nanzo iinqwelo zokulwa zine, ziphuma phakathi kweentaba ezimbini; yaye iintaba yayiziintaba zobhedu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ndiphindile ke kwakhona ndakhangela ndabona iinqwelo ezine zokulwa ziphuma phakathi kweentaba ezimbini, ntaba ezo zizezobhedu.