Zechariah 6:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Tabata kubatinjwa, ku‐Heledai, ku‐Tobiya, naku‐Yedaya, abafikileyo bevela e‐Babilone, uze wena ngalomini, ungene endlwini ka‐Josiya unyana ka‐Tsefaniya;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Thabatha kwabasekuthinjweni, abaze khona bevela eBhabheli, kooHeledayi, nakooTobhiya, nakooYedaya, uye wena ngaloo mini endlwini kaYosiya unyana kaZefaniya;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Thabatha kwabo bathinjelwe ekuthinjweni, uHeledayi, uTobhiya noYedaya, abaphuma eBhabhiloni, uze kwangaloo mini, ungene endlwini kaYosiya unyana kaZefaniya;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Thatha ezaa zipho zivela kubathinjwa ababuye eBhabheli, uHeledayi, uTobhiya, noYedaya, uye nazo kwangaloo mini kwindlu kaYosiya unyana kaZefaniya.