Zechariah 6:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nekrone ezo zoba zezika‐Heleme, nezika‐Tobiya, nezika‐Yedaya, nezika‐Hene unyana ka‐Tsefaniya, zibe yinkumbuzo etempileni kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Izithsaba zoba kooHelem, nakooTobhiya, nakooYedaya, zibe sisikhumbuzo sobubele bonyana kaZefaniya, etempileni kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye izithsaba ziya kuba zezoHelem noTobhiya noYedaya noHen unyana kaZefaniya njengesikhumbuzo setempile kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke isithsaba siya kunikezelwa kuHeledayi, noTobhiya, noYedaya, kunye noHelem unyana kaZefaniya, ibe sisikhumbuzo endlwini kaNdikhoyo.