Zechariah 8:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa kaloku andiyi kuba njengasemihleni yapambili kwisisalela sababantu, utsho uyehova wemikosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngoku ke andiyi kuba njengokwemihla yamandulo kumasalela aba bantu; utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoku ke andiyi kuphinda ndibe phakathi kwamasalela esi sizwe njengokwemihla yakudala,” utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ngoku amasalela abantu bam andiyi kuwaphatha njengoko ndênjenjalo mandulo,” utsho uNdikhoyo onamandla onke.