Zechariah 8:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
bati abemi besinye baye kwesinye, besiti: Masikauleze ukuya kumbongoza uyehova, nokumfuna uyehova wemikosi; ndiya kuhamba nam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Baya kuhamba abemi bomnye baye komnye, bathi, Masihambe siye kumbongoza uYehova, simquqele uYehova wemikhosi; bathi abo, Siya kuhamba nathi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Baya kuhamba abemi bomnye baye kwesinye, bathi, Masikhawuleze siye kuthandaza kuYehova, simquqele uYehova wemikhosi; Nam ndiya kuhamba.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
bathi abemi besinye isixeko baye kwesinye besithi: ‘Masihambe kwangoku siye kumbongoza uNdikhoyo, simnqule uNdikhoyo onamandla onke; nam ngokwam ndiya kuhamba.’