Zechariah 8:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utsho uyehova wemikosi ukuti: Nakuba kuya kuba ngummangaliso emehlweni esisalela sababantu ngemihla leyo, ngekuba ngummangaliso emehlweni am na? utsho uyehova wemikosi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba kuyinto engummangaliso emehlweni amasalela aba bantu ngaloo mihla, kuya kuba yinto engummangaliso yini na nasemehlweni am? utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Utsho uYehova wemikhosi ukuthi, Ukuba kuyinto engummangaliso emehlweni amasalela olu hlanga, kule mini yanamhlanje, kuya kuba yinto engummangaliso yini na nasemehlweni am? utsho uYehova wemikhosi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: “Inokubonakala ingummangaliso kumasalela abantu ngelo xesha, kodwa ingaba ingummangaliso na kum, mna Ndikhoyo onamandla onke?” Ewe, utsho uNdikhoyo onamandla onke ukuthi: