Zechariah 9:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba kukulu kangakananina ukulunga kwake! bukulu kangakananina ubuhle bake! inqolowa yocu̔misa amadodana, neveyine entsha yocu̔misa intombi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba kungakanani na ukulunga kwabo, bungakanani na ubuhle babo! Ingqolowa iya konwabisa umlisela, iwayini entsha iwonwabise umthinjana.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba kungakanani na ukulunga kwabo, bungakanani na ubuhle babo! Ingqolowa iya kubavuyisa abafana, moss iimpelesi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Hayi ukuba nomtsalane nokuba kuhle kwelo lizwe! Ingqolowa yobatsho babe nenkqubela abafana, namagqiyazana abe njalo yiwayini entsha!