Zephaniah 1:11 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Lilani, nina bemi basemhlanjeni! ngokuba bonke abangabatengi betshatyalalisiwe; bonke abatweswa yimali banqanyulwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Bhombolozani, bemi basemgongxweni, kuba badakile bonke abantu bakwaKanan, banqunyulwe bonke abathwali besilivere.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Lilani, bemi baseMakate, ngokuba babhuqiwe bonke abarhwebi; bonke abanxiba isilivere baya kutshabalala.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Yenzani isijwili, nina bahlala esigingqini. Bonke abarhwebi botshatyalaliswa, bavuthululwe abashishina ngesiliva.