Zephaniah 1:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ndandiya kuzisa ubunzima pezu kwabantu, bade bahambe njengemfama; ngokokuba bonile ngakuye uyehova: laye igazi labo liya kutululwa njengotuli, nenyama yabo njengomgquba.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndiya kubabandezela abantu, bahambe ngokweemfama, kuba bonile kuYehova; liphalazwe igazi labo njengothuli, nenyama yabo njengobulongo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndiya kubazisela ukubandezeleka abantu ukuze bahambe njengeemfama, ngenxa yokuba bonile kuYehova; igazi labo liya kuphalazwa njengothuli, nenyama yabo njengomthi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Abantu ndobazisela inkxwaleko; bosuka bafathule ngathi ziimfama. Kaloku bamonile uNdikhoyo. Igazi labo lophalala njengothuli, imizimba yabo ivuthuluke njengobulongwe.