Zephaniah 1:8 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti ngomhla wombingo kayehova, ukuba ndiya kwohlwaya inkosana, nonyana bokumkani, nabo bonke abavete izivato zasemzini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuya kuthi ngemini yombingelelo kaYehova, ndibavelele abathetheli, noonyana bokumkani, nabo bonke abambatha izambatho zolunye uhlanga.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuya kuthi ke ngomhla wombingelelo kaYehova, ndibakhalimele abathetheli, noonyana bokumkani, nabo bonke abanxiba ngubo zimbi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaloo mini yedini likaNdikhoyo ndiya kuwohlwaya amatshawe, ndibabethe oonyana bokumkani nâbo bavatha impahla yasemzini.