Zephaniah 3:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba oko ndiya kuguqulela ebantwini inteto engcwele, ukuba bonke babize egameni likayehova, bamkonze ngokuvumelana.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba ngelo xesha ndiya kuziguqulela izizwe intetho enyulu, ukuze zinqule igama likaYehova zonke ziphela, zimkhonze ngaxhatha linye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba ngelo xesha ndiya kuzinika iintlanga intetho enyulu, ukuze zonke zibize igama likaYehova, ukuze zimkhonze ngamxhelo mnye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Nezizwe ke ndosuka ndiziguqule ukuze zonke zimnqule uNdikhoyo; ewe, zimbuse ngamxhelo mnye.