bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
/
2 Chronicles 27
2 Chronicles 27
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 28 →
1
uYotam ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamithandathu engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYerusha, intombi kaTsadoki.
2
Wenza okuthe tye emehlweni kaYehova, njengoko wenza ngako u-Uziya uyise; ke akangena etempileni kaYehova. Kwaye abantu basenokonakala.
3
Wakha isango eliphakamileyo lendlu kaYehova, eludongeni lweOfeli waba zininzi.
4
Wakha nemizi kweleentaba lakwaYuda, nasemahlathini wakha iinqaba neemboniselo.
5
Wabuya walwa nokumkani woonyana baka-Amon, waboyisa. Oonyana baka-Amon bamnika ngaloo nyaka ikhulu leetalente zesilivere, neshumi lamawaka ezithungu zengqolowa, neshumi lamawaka erhasi. Oonyana baka-Amon bamnika kwaloo nto ngomnyaka wesibini nowesithathu.
6
Wazomeleza uYotam, ngokuba wayeziqinise iindlela zakhe phambi koYehova uThixo wakhe.
7
Ezinye izinto zikaYotam, neemfazwe zakhe zonke, neendlela zakhe, zibhaliwe encwadini yookumkani bakwaSirayeli nabakwaYuda.
8
Ubeminyaka imashumi mabini anamihlanu ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka elishumi elinamithandathu engukumkani eYerusalem.
9
uYotam walala kooyise, wangcwatyelwa emzini kaDavide; unyana wakhe uAhazi walawula esikhundleni sakhe.
← Chapter 26
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 28 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36