bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
/
Malachi 4
Malachi 4
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
1
Ngokuba nalo ilanga liphuma livutha njengelanga; basuke bonke abakhukhumeleyo, nabo bonke abenza ubutshinga, babe njengeendiza;
2
Ke kuni, nina baloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa liya kuphuma, linophiliso phantsi kwamaphiko alo; yaye niya kuphuma nize nikhule njengamathole asesitalini.
3
Uya kubanyathela abangendawo; kuba baya kuba njengaphantsi kweentende zeenyawo zenu ngemini endiya kukwenza ngayo oku,’ utsho uYehova wemikhosi.
4
Khumbulani umyalelo kaMoses, umkhonzi wam, endamwiselayo eHorebhe ngokusingisele kumaSirayeli onke, okuyimiyalelo namasiko.
5
Yabonani, ndiya kuthumela kuni uEliya umprofeti, ingekafiki imini enkulu eyoyikekayo kaYehova.
6
Woyibuyisela intliziyo yooyise koonyana, neentliziyo zoonyana kooyise, ukuze ndingezi, ndilibethe ihlabathi ngobubi.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
All chapters:
1
2
3
4