John 5
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
9Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
16Ngenxa yoko ayemtshutshisa uYesu amaYuda, afuna ukumbulala;ngokuba wayesenza ezo zinto ngesabatha.
39Ziphengululeni izibhalo, ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam.