bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Malachi 4
Malachi 4
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
1
Ngokuba, bona ke, umhla uyeza, oya kuvuta njengeziko; bandule abar̔atshileyo, nabo bonke abayenza inkohlakalo, babe zindiza, uti umhla ozayo ubatshise, utsho uyehova wemikosi, ude ungabashiyeli nengcambo nesebe.
2
Kodwa nina niloyikayo igama lam, ilanga lobulungisa lonipumela, linokupilisa emapikweni alo; naniya kupuma, nidlobe njengamatole asesitaleni.
3
Kanjalo nobanyatela pantsi abakohlakeleyo; ngokuba beya kuba lututu ngapantsi kwemizantsi yenyawo zenu, kulomhla endiwenzayo, utsho uyehova wemikosi.
4
Kumbulani umteto ka‐Mosesi isicaka sam, lowo ndamyalelayo e‐Horebe ngenxa yo‐Sirayeli bonke, imimiso nezigwebo,
5
Bona ke, ndiya kutuma kuni u‐Elija umprofite, ungekafiki umhla kayehova omkulu owoyikekileyo:
6
waeya kuti intliziyo yoyise ayiguqulele kubantwana, nentliziyo yabantwana ayiguqulele koyise; hleze ndize ke ndilibete ilizwe ngesiqalekiso.
← Chapter 3
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
All chapters:
1
2
3
4