bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
Psalms 78
Psalms 78
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 77
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 79 →
1
Eyokuqiqa ka-Asafu. Wubekeleni indlebe umyalelo wam, bantu bakowethu, Wathobeleni indlebe amazwi omlomo wam.
2
Ndiya kuwuvula umlomo wam ngomzekeliso; Ndiya kumpompozisa iintsonkotha zamandulo;
3
Esakuvayo sakwazi, Abasibaliselayo oobawo.
4
Asiyi kukugusha koonyana babo; Sobalisela isizukulwana esizayo iindumiso zikaYehova, Namandla akhe, nemisebenzi yakhe ebalulekileyo awayenzayo.
5
Wamisa isingqiniso kwaYakobi, Wabeka umyalelo kwaSirayeli, Awawumisela oobawo, Ukuba bawazise oonyana babo;
6
Ukuze siwazi isizukulwana esizayo, oonyana abaza kuzalwa, Basuke babalisele ababo oonyana;
7
Bayame ngoThixo, Bangazilibali izenzo ezincamisayo zikaThixo, Bayilondoloze imithetho yakhe:
8
Bangabi njengooyise, Isizukulwana esiyinjubaqa, esineenkani, Isizukulwana esingayilungisanga intliziyo yaso, Esimoya unganyanisanga kuThixo.
9
Oonyana bakaEfrayim, bexhobile, beziintoli ezinezaphetha, Bajika ngemini yemfazwe.
10
Abawugcinanga umnqophiso kaThixo, Abavumanga ukuhamba ngomyalelo wakhe;
11
Bazilibala izenzo zakhe ezincamisayo, Nezibalulekileyo zakhe awababonisayo.
12
Phambi kooyise wenza ngokubalulekileyo Ezweni lamaYiputa, emhlabeni waseTsohan.
13
Waludabula ulwandle, wabaweza, Wawamisa amanzi njengemfumba.
14
Wabakhapha ngelifu emini, Ngokukhanya komlilo ubusuku bonke,
15
Walicanda iliwa entlango, Wabaseza amanzi anzongonzongo kakhulu;
16
Wavelisa imiqukuqela yamanzi engxondorheni, Wahlisa amanzi njengemilambo.
17
Baqokela noko ukona kuye, Nokumphikisa Osenyangweni emqwebedwini.
18
Bamlinga uThixo ngentliziyo yabo, Ngokuwubizela umphefumlo wabo ukudla.
19
Bathetha ngoThixo, bathi, Unako na uThixo ukulungisa isithebe entlango?
20
Yabona, walibetha iliwa, abaleka amanzi, Yakhukula nemilanjana; Woba nako na nokubanika ukutya, Nokubalungiselela inyama abantu bakhe?
21
Weva ke uThixo, waphuphuma umsindo wakhe, Watsha umlilo kwaYakobi, Kwenyuka kwaya umsindo kwaSirayeli;
22
Ngokuba bengakholwanga kuThixo, Bengakholosanga ngosindiso lwakhe.
23
Waziwisela ke umthetho iingqimba zamafu ngaphezulu, Wazivula iingcango zezulu;
24
Wabanisela ngemana ukuze badle, Wabanika ingqolowa yasezulwini.
25
Umntu wadla isonka sOnamandla; Wabathumela umphako bada badikwa.
26
Wandulula umoya wasempumalanga ezulwini, Wawuqhuba ngamandla akhe umoya wasezantsi;
27
Wabanisela inyama njengothuli, Neentaka ezinamaphiko njengentlabathi yolwandle;
28
Yawa phakathi kweminquba yabo, Ngeenxa zonke emakhayeni abo.
29
Badla, bahlutha kakhulu, Wabazisela ke inkanuko yabo.
30
Bengekashenxi enkanukweni yabo, Kusekho ukudla kwabo emlonyeni wabo:
31
Kwenyuka umsindo kaThixo waya kubo, Wabulala phakathi kwabatyebileyo babo, Wawawisa amadodana akwaSirayeli.
32
Kuyo yonke loo nto bahambisa ngokona, Abakholwa yimisebenzi yakhe ebalulekileyo.
33
Wayiphelisa ke imihla yabo njengomphunga, Neminyaka yabo ngokukhwankqisa.
34
Xa wathi wababulala, bamquqela; Babuya bamquqela uThixo ngenyameko,
35
Bakhumbula ukuba uThixo uliliwa labo, UThixo Osenyangweni ungumkhululi wabo.
36
Ke bamthomalalisa ngomlomo wabo, Bamxokisa ngolwimi lwabo;
37
Intliziyo yabo ayaqina kuye, Abanyaniseka emnqophisweni wakhe.
38
Ke yena unemfesane, Uxolela ubugwenxa ngocamagushelo, akonakalisi; Wawubuyisa futhi umsindo wakhe, Akabuxhoxha bonke ubushushu bakhe.
39
Wakhumbula ukuba bayinyama, Bangumoya omkayo, ongabuyiyo.
40
Kukangaphi bemphikisa entlango, Bemenza buhlungu enkangala!
41
Babuya bamlinga uThixo, Bamenzakalisa oyiNgcwele wakwaSirayeli.
42
Abasikhumbula isandla sakhe, Imini awabakhulula ngayo embandezelweni;
43
Awamisa ngayo imiqondiso yakhe eYiputa, Nezimanga zakhe emhlabeni waseTsohan.
44
Wayiguqula imijelo yabo, yaba ligazi, Ababa nakuyisela imiqukuqela yabo yamanzi.
45
Wathumela kubo iingcongconi, zabadla; Namasele, abatshabalalisa.
46
Izilimo zabo wazinika iinkumbi ezinqunquthayo, Ukuxelenga kwabo wakunika iinkumbi ezandayo.
47
Wawubulala ngesichotho umdiliya wabo, Nemithombe yabo ngomkhenkce.
48
Wayinikela kwisichotho imfuyo yabo, Nemihlambi yabo ngemibane.
49
Wathumela kubo ukuvutha komsindo wakhe, Ukuphuphuma kwawo, nokubhavuma, nembandezelo, Ibutho lezithunywa zobubi.
50
Wawulungelelanisela umendo umsindo wakhe, Akawunqanda ekufeni umphefumlo wabo, Wabunikela ubomi babo kwindyikitya yokufa.
51
Wababulala bonke abamazibulo eYiputa, Iintlahlela zamandla obudoda ezintenteni zakwaHam.
52
Abantu bakhe wabafudusa njengezimvu, Wabaqhuba njengomhlambi entlango;
53
Wabakhapha bekholosile, bengankwantyi; Ke zona iintshaba zabo lwazigubungela ulwandle
54
Wabazisa emdeni wakhe ongcwele, Kule ntaba sayizuzayo isandla sakhe sokunene.
55
Wagxotha iintlanga ebusweni babo, Wazenzela amaqashiso zalilifa elicandiweyo; Izizwe zakwaSirayeli wazihlalisa ezintenteni zazo.
56
Kodwa bamlinga, bamphikisa uThixo Osenyangweni, Abazigcina izingqiniso zakhe,
57
Babuya unuva, banginiza njengooyise. Bajika njengesaphetha esikhohlisayo.
58
Bamqumbisa ngeziganga zabo, Bamkhweletisa ngemifanekiso yabo eqingqiweyo.
59
Weva uThixo, waphuphuma umsindo, Wawacekisa kakhulu amaSirayeli;
60
Wawulahla umnquba waseShilo, Intente abeyimise esintwini;
61
Wawanikela ekuthinjweni amandla akhe, Isihombo sakhe esandleni sombandezeli.
62
Wabanikela abantu bakhe kwikrele, Umsindo wakhe waphuphumela ilifa lakhe.
63
Amadodana abo adliwa ngumlilo, Iintombi zabo azagcotyelwa.
64
Ababingeleli babo bawa likrele, Abahlolokazi babo abalila.
65
Yaza yavuka njengobelele iNkosi, Njengegorha elimemeleliswa yiwayini.
66
Yababetha ngasemva ababandezeli bayo, Yabenza ingcikivo engunaphakade.
67
Yayicekisa intente yakwaYosefu, Ayasinyula isizwe sakwaEfrayim.
68
Yanyula isizwe sakwaYuda, Intaba yaseZiyon eyayithandayo.
69
Yayakha njengokuphakama kwezulu ingcwele yakhe, Njengomhlaba lo awusekileyo ngonaphakade.
70
Yanyula uDavide umkhonzi wayo, Yamthabatha ezibayeni zezimvu;
71
Yamthabatha elandela izimvu ezanyisayo, Yamzisa ukuba aluse kwaYakobi abantu bayo, KwaSirayeli ilifa layo.
72
Wabalusa ke ngengqibelelo yentliziyo yakhe, Wabakhapha ngokwazi kwezandla zakhe.
← Chapter 77
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 79 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66
67
68
69
70
71
72
73
74
75
76
77
78
79
80
81
82
83
84
85
86
87
88
89
90
91
92
93
94
95
96
97
98
99
100
101
102
103
104
105
106
107
108
109
110
111
112
113
114
115
116
117
118
119
120
121
122
123
124
125
126
127
128
129
130
131
132
133
134
135
136
137
138
139
140
141
142
143
144
145
146
147
148
149
150