Matthew 12
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
13Wathi ke kuloo mntu: “Solule isandla sakho.” Wasolula, saza saphila isandla sakhe, safana nesinye.
28Ukuba ke ndizikhupha ngoMoya kaThixo iindimoni, ulawulo lukaThixo aluthwasanga, lugalelekile kuni.