bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Psalms 18
Psalms 18
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 17
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 19 →
1
NDOKUTANDA, Yehova, Mandla am!
2
Uyehova uliliwa lam, nenqaba yam, nomkululi wam; utixo wam, ilityekazi lam; ndiya kutembela kuye: ikaka lam, nopondo lwosindiswa lwam, n enyango yam.
3
Ndobiza kuyehova, odumisekayo; ndandiya kusindiswa ezintshabeni zam.
4
Intambo zokufa zandiṙaula, nemisinga yobunginingini yandoyikisa;
5
intambo zehadesi zandingqonga; imigibe yokufa yandipangela.
6
Ebunzimeni bam ndabiza kuyehova, ndakala kutixo wam: weva ilizwi lam esetempileni yake; nokukala kwam ebusweni bake kweza ezindlebeni zake.
7
Wandula umhlaba wazamazama, wangcangcazela; namasekwa entaba ashukuma, azamazama, ngokuba ebequmbile.
8
Kwenyuka umsi empumlweni yake; nomlilo uvela emlonyeni wake wadla; amalahle avuta ngawo.
9
Wagoba izulu, wehla: sasitokotoko pantsi kwenyawo zake.
10
Wakwela pezu kwekerubime, wapapazela; wabaleka pezu kwamapiko omoya.
11
Ubumnyama wabenza imfihlelo yake; intente yake yampahla, amanzi amnyama, amafu abungqingqwa ezulu.
12
Ngenkazimlo epambi kwake kwadlula amafu ake, izico̔to, namalahle omlilo.
13
Uyehova wadudumisa ezulwini; opezu kwonke wanika ilizwi lake, izico̔to, namalahle omlilo.
14
Watuma intolo zake, wabaci̔ta; wongezelela ngemibane, wabapitizelisa.
15
Kwandula kwabonakala amazantsi amanzi, atyileka namasekwa omhlaba, ngokutetisa kwako, Yehova! ngokuquta kwomoya wempumlo yako.
16
Wasusa pezulu, wanditabata; wandir̔ola emanzini amaninzi;
17
wandisindisa elutshabeni lwam olunamandla; nakwabo banditiyayo; ngokuba bebendidlula ngamandla.
18
Bandipangela ngomhla wengozi yam; kodwa uyehova ebesisixaso kum.
19
Wandipumisela endaweni ebanzi, wandikulula, ngokuba ebekoliswa ndim.
20
Uyehova wandivuza njengokwobulungisa bam; njengokwobumhlope bezandla zam wandibuyekezela.
21
Ngokuba ndizibambile indlela zikayehova, ndandingemkanga ngenkohlakalo kutixo wam.
22
Ngokuba zonke izigwebo zake zibe zipambi kwam; nemimiso yake andiyipambukisanga kum.
23
Bendilungisekile pambi kwake, ndandizibamba enkohlakalweni yam:
24
ngako uyehova undibuyekezele njengokwobulungisa bam, njengokwobumhlope bezandla zam pambi kwamehlo ake.
25
Konobubele uyazibonakalisa unobubele; kumntu olungisekile uyazibonakalisa ulungisekile;
26
komsulwa uyazibonakalisa umsulwa; nakogwenxa uyazibonakalisa ugwenxa.
27
Ngokuba abantu ababandezelweyo ubasindisa wena; kodwa amehlo eratshi uyawatobisa.
28
Ngokuba wena ubaneka isibane sam: uyehova, utixo wam, uyakanyisa ubumnyama bam.
29
Ngokuba ngawe ndiliwele ibandla; kwa ngaye utixo wam ndigqitile eludongeni.
30
Utixo indlela yake ifezekile ukulunga; ilizwi likayehova licocekile: ulikaka yena kubo bonke abatembela kuye.
31
Ngokuba ngubanina o ngutixo ngapandle kwoyehova? ngubanina olilityekazi ngapandle kwotixo wetu?
32
Ngutixo ondibinqayo ngamandla; owenza nendlela yam ilungiseke.
33
Uyenza inyawo zam zibe njengezamaxamakazi; uyandimisa ezinyangweni zam.
34
Uyafundisa izandla zam ukulwa, side sityedwe isipeta sexina ngengalo zam.
35
Undipile ikaka losindiso lwako; isandla sako sokunene sindisekele; ukululama kwako kundenze mkulu.
36
Wabusenza banzi ukunyatela kwam pantsi kwam; ati amaqata am akahexa.
37
Ndaputuma intshaba zam, ndazifumana; andabuya ndada ndazigqibela.
38
Ndazityumza, zaza zakohlwa kuvuka; zawa pantsi kwenyawo zam.
39
Ngokuba ubundibinqela ukulwa ngamandla; ubatobisile pantsi kwam abo babesukela ngakum:
40
wandinika umhlana wentshaba zam; ndize nditshabalalise abo banditiyayo.
41
Bakala, kodwa bekungeko osindisayo; kwa kuyehova, kodwa akabapendula.
42
Ndaza ndabaguba njengotuli ngapambi kwomoya; ndabalahla njengenkunkuma yezitarate.
43
Undikulule emapikeni abantu; undimisele ndibe yintloko yezizwe; abantu endingabazanga bayandikonza.
44
Ngokuva kwendlebe bayapulapula kum; abasemzini bayazenzisa kum.
45
Abasemzini bayasinya; bayankwantya bepuma ezinqatyeni zabo.
46
Uyehova uhleli; malibongwe ilityekazi lam; makadunyiswe utixo wosindiswa lwam.
47
Ngutixo ondenzela impindezelo, oweyisa izizwe pantsi kwam,
48
ondisindisa ezintshabeni zam: ewe, wena undipakamisele ngapezulu kwabo basukela ngakum; undikulule emntwini wobudlwengu.
49
Ngako oko ndobulela kuwe, Yehova! pakati kwabaheyideni, ndicule egameni lako:
50
owandisa intsindiswa zokumkani wake; owenza ububele kumtanjiswa wake, ku‐Davide, nakuyo inzalo yake kude kube ngunapakade.
← Chapter 17
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 19 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66
67
68
69
70
71
72
73
74
75
76
77
78
79
80
81
82
83
84
85
86
87
88
89
90
91
92
93
94
95
96
97
98
99
100
101
102
103
104
105
106
107
108
109
110
111
112
113
114
115
116
117
118
119
120
121
122
123
124
125
126
127
128
129
130
131
132
133
134
135
136
137
138
139
140
141
142
143
144
145
146
147
148
149
150