bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Psalms 78
Psalms 78
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 77
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 79 →
1
BEKANI indlebe, bantu bam! emtetweni wam: tobani indlebe zenu emazwini omlomo wam.
2
Ndiya kuvula umlomo wam ngomzekeliso; ndiya kuxela izintsonkotelo zakudala:
3
esizivileyo sazazi, nesizityelweyo ngobawo betu.
4
Asiyi kuzisitelisa kubantwana babo, sishumayela kwisizukulwana sasemva indumiso zikayehova, namandla ake, nemimangaliso yake ayenzileyo.
5
Ngokuba wamisa isinqi̔no kwa‐Yakobi, wadala umteto kwa‐Sirayeli, owabayalela obawo betu ukuba bazazise kubantwana babo;
6
ukuze sizazi isizukulwana sasemva, abantwana abaza kuzalwa; bavuke bazishumayele na kubantwana babo:
7
ukuba babeke pezu kwotixo itemba labo, bangazilibali izenzo zikatixo, kodwa imiyalelo yake bayibambe;
8
bangabi njengoyise babo, isizukulwana esinenkani esingevayo; isizukulwana esingalungisanga intliziyo yaso, nesimoya ungatanga nqi kutixo.
9
Onyana baka‐Frayime, betyeda betola ngezipeta, bajika ngomva ngemini yokulwa.
10
Abagcina ucebano lukatixo, bala nokuhamba emtetweni wake;
11
balibala nemisebenzi yake, nemimangaliso yake abebabonisile yona.
12
Wenza okungummangaliso pambi kwoyise babo, elizweni le‐Jipete, ezindle zase‐Tsohane.
13
Wacanda ulwandle, wabaweza ke; wawamisa amanzi njengemfumba.
14
Emini wabakokela ngelifu, nasebusuku bonke ngokukanya kwomlilo.
15
Wacanda amatyekazi entlango, wabaseza njengasezinzulwini ngokukolisa.
16
Wavelisa izelo eweni, wahlisela pantsi amanzi njengemilambo.
17
Kanti bongeza kanjako ukwona ngakuye, ngokuvukela opezu kwonke ebugxwayibeni.
18
Balinga utixo entliziyweni yabo, ngokucelela umxe̔lo wabo ukudla.
19
Ewe, bateta ngakuye utixo; bati: Utixo angalungisa isitebe entlango na?
20
Kangela, wabeta ilityekazi, aza ampompoza amanzi, yati imisinga yakukula; anganika nesonka na? angabekela abantu bake inyama na?
21
Wati ngoko uyehova weva, waqumba: waza umlilo wapenjelwa ngakuye u‐Yakobi, nomsindo wavuka ngaku‐Sirayeli,
22
ngokokuba bengakolwanga kutixo, nokuba bengatembanga ekusindiseni kwake;
23
nangona wayalela amafu pezulu, wavula ingcango zezulu,
24
wanisa imana pezu kwabo badle, wabanika inqolowa yezulu.
25
Badla abanye ngabanye ukutya kwabazinkosi; wabatumela ukutya kwada kwahlutiswa.
26
Wapumisela ezulwini umoya wasempumalanga, wazisa ngamandla ake umoya wasesuyide.
27
Wanisa nenyama pezu kwabo njengotuli, nentaka ezinamapiko njengentlabati yolwandle;
28
wayiwisa pakati kwomnquba wabo, ngento engqongayo intente zabo.
29
Baza badla, bahluta kanye; ngokuba wabanika inkanuko yabo.
30
Bebengekahlukani nenkanuko yabo, ukutya kwabo bekusesemlonyeni wabo,
31
nxa umsindo katixo wavuka ngakubo, wabulala pakati kwabatyebileyo babo, wawisa pantsi abanyuliweyo bakwa‐Sirayeli.
32
Kanti bamana ukwona noko; abakolwanga nayimimangaliso yake.
33
Ngako wapelisa imihla yabo kokungendawo, neminyaka yabo ekutusweni.
34
Bati akubabulala, bandula ukumfuna; babuya babuza utixo ngokukuteleyo.
35
Bakumbula ukuba utixo ulilityekazi labo, nokuba utixo opezu kwonke ungumkululi wabo.
36
Bamhanahanisa ngomlomo wabo noko, bamxokisa ngelwimi zabo.
37
Ngokuba intliziyo yabo ibingalunganga ngakuye, babengaqinanga nokuqina kulo ucebano lwake.
38
Kodwa yena, enenceba nje, waxolela inkohlakalo yabo, aka ba tshabalalisa: kwa futi wabuyisa ingqumbo yake, engavusanga wonke umsindo wake kanjalo.
39
Ngokuba ebekumbula ukuba bayinyama; umoya omkayo, ungabuyi uze.
40
Bekufuti kangakanana bamvukelayo entlango, bamcapukisa ebugxwayibeni!
41
Ewe, babuya balinga utixo; bammisela oyingcwele ka‐Sirayeli umda.
42
Abakumbula isandla sake, umhla okuya wabakululayo elutshabeni:
43
okuya wamisa imiqondiso yake e‐Jipete, nemimangaliso yake ezindle zase‐Tsohane,
44
waguqula imilambo yabo ibe ligazi, nezelo zabo, bada bakohlwa kusela.
45
Watuma izibau pakati kwabo, ezazibadla; namasele, abebatshabalalisa.
46
Wanika ukucu̔ma kwabo kuṙuxeshe, nenzuzo yabo kwinkumbi.
47
Wabulala imiti yeveyine yabo ngesico̔to, nemikiwane yabo ngengqele.
48
Wanikela esico̔tweni inkomo zabo, nemihlambi yabo emibaneni.
49
Waposa pezu kwabo ubushushu bengqumbo yake, umsindo, nobuṙala, nobunzima, ngokutuma izitunywa zobubi.
50
Walungisela ingqumbo yake indlela; akabamba umpefumlo wabo ekufeni, wanikela embujisweni ubomi babo.
51
Wabeta bonke abamazibulo e‐Jipete, abakuqala kwamandla ezintenteni zakwa‐Hame.
52
Kodwa abantu bake wabapumisela njengegusha, wabakokela entlango njengomhlambi.
53
Wabakapa ngokugcinekayo, bengoyikanga; kanti intshaba zabo ulwandle lwazigubungela.
54
Wabazisa emdeni wake oyingcwele, kulentaba e yabizuzwa sisandla sake sokunene.
55
Waza wagxota abaheyideni pambi kwabo, wababela ilifa ngentambo, wahlalisa izizwe zo‐Sirayeli ezintenteni zazo.
56
Kanti balinga bavukela utixo opezu kwonke, bengagcinanga izinqi̔nelo zake;
57
bahlehla, benza ngobuxoki njengoyise babo: bajikajika njengesipeta esikohlisayo.
58
Bamqumbisa ngendawo zabo ezipakamileyo, bamvusela ikwele ngemifanekiso yabo eqingqiweyo.
59
Wati utixo akuva, waqumba, wadela o‐Sirayeli kakulu;
60
wada walahla itabanakele yase‐Shilo, intente wabeyimisa pakati kwabantu;
61
wanika amandla ake ekutinjweni, nobungcwalisa bake esandleni sotshaba.
62
Wabanikela esiṙeleni abantu bake, waqumbela ilifa lake.
63
Umlilo wadla amadodana abo; nentombi zabo bezingadunyiswa emitshatweni.
64
Abaperisite babo bawa ngesiṙele; nabahlolokazi babo bebengalili.
65
Yaza inkosi yavuka njengobelele ubutongo, njengeṙoti elidandulukayo ngenxa yeveyine.
66
Yabetela ngomva intshaba zayo; yazenza isigxekwa esingunapakade.
67
Kanjako yala intente ka‐Josefe; nesizwe sika‐Frayime ayasiqasha;
68
yaqasha isizwe sika‐Juda, intaba ye‐Ziyone eyayitandayo.
69
Yaka indawo yayo eyingcwele njengendawo ezinde, njengomhlaba iwusekeleyo kude kube ngunapakade.
70
Yaqasha no‐Davide isicaka sayo, yamsusa ezibayeni zegusha;
71
yamvelisa ekulandeleni igushakazi ezanyisayo, aze apate o‐Yakobi abantu bayo, no‐Sirayeli ilifa layo.
72
Waza wabapata ngobunene bentliziyo yake, wabakapa ngobulumko bezandla zake.
← Chapter 77
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 67
Chapter 68
Chapter 69
Chapter 70
Chapter 71
Chapter 72
Chapter 73
Chapter 74
Chapter 75
Chapter 76
Chapter 77
Chapter 78
Chapter 79
Chapter 80
Chapter 81
Chapter 82
Chapter 83
Chapter 84
Chapter 85
Chapter 86
Chapter 87
Chapter 88
Chapter 89
Chapter 90
Chapter 91
Chapter 92
Chapter 93
Chapter 94
Chapter 95
Chapter 96
Chapter 97
Chapter 98
Chapter 99
Chapter 100
Chapter 101
Chapter 102
Chapter 103
Chapter 104
Chapter 105
Chapter 106
Chapter 107
Chapter 108
Chapter 109
Chapter 110
Chapter 111
Chapter 112
Chapter 113
Chapter 114
Chapter 115
Chapter 116
Chapter 117
Chapter 118
Chapter 119
Chapter 120
Chapter 121
Chapter 122
Chapter 123
Chapter 124
Chapter 125
Chapter 126
Chapter 127
Chapter 128
Chapter 129
Chapter 130
Chapter 131
Chapter 132
Chapter 133
Chapter 134
Chapter 135
Chapter 136
Chapter 137
Chapter 138
Chapter 139
Chapter 140
Chapter 141
Chapter 142
Chapter 143
Chapter 144
Chapter 145
Chapter 146
Chapter 147
Chapter 148
Chapter 149
Chapter 150
Chapter 79 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66
67
68
69
70
71
72
73
74
75
76
77
78
79
80
81
82
83
84
85
86
87
88
89
90
91
92
93
94
95
96
97
98
99
100
101
102
103
104
105
106
107
108
109
110
111
112
113
114
115
116
117
118
119
120
121
122
123
124
125
126
127
128
129
130
131
132
133
134
135
136
137
138
139
140
141
142
143
144
145
146
147
148
149
150