bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
1 Chronicles 8
1 Chronicles 8
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 9 →
1
UBhenjamin wazala uBhela amazi bulo akhe, noAshebhele owesibini, noAhara owesithathu,
2
uNoha owesine, noRafa owesihlanu.
3
Oonyana bakaBhela babengooAdare, noGera, noAbhihudi,
4
noAbhishuwa, noNahaman, noAhowa,
5
noGera, noShefufan, noHuram.
6
Ngabo abo oonyana bakaEhudi, abo baziintloko zezindlu zooyise kubemi baseGebha; babafudusela eManahati:
7
nguNahaman, noAhiya, noGera, owabafudusayo; uEhudi wazala u-Uza noAhihudi.
8
UShaharayim wazala emhlabeni wakwaMowabhi emveni kokubandulula wakhe ooHushim noBhahara, abafazi bakhe;
9
wazala ngoHodeshe umkakhe: uYobhabhi, noTsibheya, noMesha, noMalekom,
10
noYehutse, noShakiya, noMirma. Ngabo abo oonyana bakhe, iintloko zezindlu zooyise.
11
NgoHushim wazala uAbhitubhi noEliphahali.
12
Oonyana bakaElipahali: nguEbhere, noMisham, noShemere, owayakhayo iOno, neLodi namagxamesi ayo.
13
NgooBheriya noShema abaziintloko zezindlu zooyise kubemi baseAyalon, abagxotha abemi baseGati.
14
OoAhiyo, noShashaki, noYeremoti,
15
noZebhadiya, noAradi, noEdere,
16
noMikayeli, noIshpa, noYoha babengoonyana bakaBheriya.
17
OoZebhadiya, noMeshulam, noHizeki, noHebhere,
18
noIshmerayi, noYeziliya, noYobhabi babengoonyana bakaElepahali.
19
OoYakim, noZikri, noZabhedi.
20
noElihenayi, noTsiletayi, noEliyeli,
21
noAdaya, noBheraya, noShimrati babengoonyana bakaShimehi.
22
OoIshpan, noEbhere, noEliyeli,
23
noAbhedon, noZikri, noHanan,
24
noHananiya, noElam, noAntotiya,
25
noIfediya, noPenuweli babengoonyana bakaShashaki.
26
OoShamesherayi, noShehariya, noAtaliya,
27
noYareshiya, noEliya, noZikri babengoonyana bakaYeroham.
28
Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise ngokweenzala zazo;ziintloko ke ezo; ezo zahlala eYerusalem.
29
EGibheyon kwahlala ozala amaGibheyon, uYehiyeli; igama lomkakhe belinguMahaka.
30
NguAbhedon unyana wakhe wamazibulo, noTsure, noKishe, noBhahali, noNadabhi,
31
noGedore, noAhiyo, noZekere.
32
UMikeloti wazala uShimeha. Nabo bahlala eYerusalem nabazalwana babo, malungana nabazalwana babo.
33
UNere wazala uKishe; uKishe wazala uSawule; uSawule wazala uYonatan, noMalekishuwa, noAbhinadabhi, noEshbhahali.
34
Unyana kaYonatan nguMeribhi-bhahali; uMeribhi-bhahali wazala uMika.
35
Oonyana bakaMika nguPiton, noMeleki, noTareya, noAhazi.
36
UAhazi wazala uYehowada; uYehowada wazala uAlemete, noAzemavete, noZimri; uZimri wazala uMotsa;
37
uMotsa wazala uBhineha. NguRafa unyana wakhe, nguElehasa unyana wakhe, nguAtsele unyana wakhe.
38
UAtsele ebenoonyana abathandathu; ngawo la amagama abo;nguAzerikam, nguBhokeru, noIshmayeli, noShehariya, no-Obhadiya, noHanan. Bonke abo babengoonyana baka-Atsele.
39
Oonyana bakaEsheki, umzalwana wakhe, ngu-Ulam amazibulo akhe, nguYehushe owesibini, nguElifelete owesithathu.
40
Oonyana bakaUlam babengamadoda angamagorha anobukroti, abagoba isaphetha; babenoonyana abaninzi, noonyana boonyana, ikhulu elinamanci mahlanu. Bonke abo babengaboonyana bakaBhenjamin.
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29