bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
/
2 Corinthians 13
2 Corinthians 13
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
1
Eli liza kuba lixesha lesithathu ndisiza kuni. Onke amazwi aya kumiswa ngomlomo wamangqina amabini, nokuba mathathu.
2
Sendinixelele ngenxa engaphambili, njengoko ndandikho okwesibini, ndinixela ngenxa engaphambili, naxa ndingekhoyo ngoku, ndibhalela abo bone ngenxa engaphambili, nabanye bonke, ukuba xa ndithe ndabuya ndeza, andiyi kubaconga;
3
Njengokuba nifuna ubungqina bokuba uKristu uthetha kum, ongenamandla phakathi kwenu, unamandla kuni.
4
Kuba nakuba wabethelelwayo emnqamlezweni ngokwasekusweleni amandla, udla ubomi ngokwasemandleni kaThixo. Kuba nathi siswele amandla kuye, noko siya kudla ubomi naye ngokwasemandleni kaThixo, ngokubhekisele kuni.
5
Zivavanyeni ukuba niselukholweni kusini na; zibonakaliseni ngokwenu. Anazi na ngokwenu ukuba uYesu Kristu ungaphakathi kwenu?
6
Ndiyathemba ke ukuba niyakwazi, ukuba asingabo abo bangenakucikideka thina.
7
Ke kaloku ndiyathandaza kuThixo, ukuba ningenzi nanye into embi; kungekuko ukuze sibonakale sicikidekile thina, ikukuze nenze into entle nina, ke thina sibe njengabangenakucikideka.
8
Kuba asinakwenza nto ngokuchasa inyaniso; sinokwenzela inyaniso.
9
Kuba siyavuya, xa sukuba singenamandla thina, nibe nina ninamandla;
10
Ngenxa yoko ndibhala ezi zinto ndingekho, ukuze ndingathi, ndakuba ndikho, ndenze kabukhali ngokwegunya, endalinikwa yiNkosi ukuba libe lelokwakha, lingabi lelokuchitha.
11
Elokugqiba, bazalwana, ndithi, Hambani kakuhle. Yibani ngabafezekileyo, thuthuzelekani, cingani nto-nye, hlalani ngoxolo; waye uThixo wothando noxolo uya kuba nani.
12
Bulisanani ngolwango olungcwele.
13
Bayanibulisa bonke abangcwele.
14
Ubabalo lweNkosi yethu uYesu Kristu, nothando lukaThixo, nodlelano loMoya oyiNgcwele, malube nani nonke. Amen. (Incwadi yesibini eya kwabaseKorinte yabhalwa eFilipi, isixeko saseMakedoni, nguTito noLucas.)
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13