bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
/
Isaiah 38
Isaiah 38
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
← Chapter 37
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 39 →
1
Ngelo thuba ke ukumkani uHezekiya wahlabeka, waza wagulela ukungabikho. *Umshumayeli uIsaya, unyana ka-Amozi, waya kumbona, waza wathi kuye: “*UNdikhoyo uthi: ‘Lungisa imicimbi yomzi wakho ime kakuhle, kuba uza kufa, awuzukuphila.’ ”
2
Ke uHezekiya wasuka wafulathela, wajonga eludongeni, wathandaza kuNdikhoyo, wathi:
3
“Khumbula kaloku, Ndikhoyo, ukuba oko ndakunqulayo ndikukhonza ngentembeko nokunyaniseka, ndaba soloko ndihamba ngokomyalelo wakho.” Suka ke wangqukruleka kabuhlungu.
4
UNdikhoyo wayalela uIsaya ngelithi:
5
“Xelela uHezekiya uthi: ‘Nali ilizwi elithethwa nguNdikhoyo uThixo kayihlo uDavide: Ndiwuvile umthandazo wakho, ndazibona neenyembezi zakho. Ndiza kubongeza ngeminyaka elishumi elinesihlanu ubomi bakho.
6
Futhi ndiza kukuhlangula wena kunye nesi sixeko kwisandla sokumkani waseAsiriya. Esi sixeko ndiza kusikhusela.’ ”
7
UIsaya uqhube wathi: “Nanku umqondiso kaNdikhoyo ocacisa ukuba yena uya kwenza ngokwesithembiso sakhe:
8
umthunzi welanga uza kuwuhlehlisa iinyawo ezilishumi, ubuye umva kulaa ndawo ukuyo kwisitupu sika-Ahazi.” Ngenene ke umthunzi welanga wahlehla iinyawo ezilishumi.
9
Ke kaloku akuphila uHezekiya, ukumkani wakwaJuda, wenza lo mbongo:
10
“Phantse ndathi kanye xa ndiyindoda kwafuneka ndindwendwele kwelabafileyo, phofu ndingazukuphinda ndibuxhamle ubomi.
11
Besendisithi soze ndibe sambona apha *uNdikhoyo; besendimncamile kweli lizwe labaphilayo. Bendisithi ndahlukene noluntu mpela, kwanokuhamba-hamba kweli gada lomhlaba.
12
Besendifana nephempe labelusi, ndisithi ubomi bam bunqanyulwe. Njengelaphu lomsonti nam phantse ndasongwa; imini nobusuku bendisithi kum iphelil' intw' ebithethwa.
13
Bendizibamba ngeenkophe kude kuse; suka yena wandigramza njengengonyama. Imini nobusuku bendisithi kum iphelil' intw' ebithethwa.
14
Ilizwi lam belinkwiniza ngokwenkonjane, ndiphatha kubhonga njengehobe. Amehlo ade aluzizi ndijonge phezulu. Khawulamle, Mhlekazi, ndafa!
15
“Yaz'ba ndingathetha ndithini na kodwa? Kuba lo ngumlomo wakho; ewe, oku kukwenza kwakho. Maxa onke ndohlala ndidakumbile ngenxa yokudandatheka komoya wam.
16
Ewe, Mhlekazi, kuphilwa ngolu hlobo; nomoya wam ngoku wanelisekile. Ndinyange nditsho ndibe ngumqaba-qaba, ngoko ke ndiphilele wena.
17
Ubukrakra bube lusizo kum; undihlangule kubo bonke ububi, waza ke wazixolela nezono zam.
18
Akukho bani ukudumisayo engcwabeni; nokufa akumemeleli kukubonge. Abafileyo abakholosanga nganto; abakunanzanga nokunyaniseka kwakho.
19
Kanti ke abaphilayo ngabo abakudumisayo, njengokuba nam ndisenjenjalo namhlanje; ooyise bona bagqithisela kubantwana, bebaxelela ngokunyaniseka kwakho.
20
Ewe, Ndikhoyo, undiphilisile. Ngoku ke songqungqa simemelele, sintyiloze sitsho ngezentambula; siya kukudumisa endlwini yakho ngayo yonke imihla yobomi bethu.”
21
Kaloku uIsaya wayeyalele wathi: “Ithumba elo libekeleni ngentlama yomkhiwane, ukuze liphole, aphile umhlekazi.”
22
UHezekiya wabuza kuIsaya wathi: “Woba yintoni na umqondiso wokuba ndophinda ndibe nako ukuya endlwini kaNdikhoyo?”
← Chapter 37
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 51
Chapter 52
Chapter 53
Chapter 54
Chapter 55
Chapter 56
Chapter 57
Chapter 58
Chapter 59
Chapter 60
Chapter 61
Chapter 62
Chapter 63
Chapter 64
Chapter 65
Chapter 66
Chapter 39 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50
51
52
53
54
55
56
57
58
59
60
61
62
63
64
65
66