bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Ecclesiastes 12
Ecclesiastes 12
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
1
Uze ukumbule umdali wako emihleni yobutsha bako, ingekafiki imihla yobubi, ingekasondeli iminyaka oya kuti ngayo: Ayindiyoleli:
2
kungekenziwa mnyama ilanga, nokukanya, nenyanga, nenkwenkwezi; engekabuyi amafu emveni kwemvula;
3
emhlenikweni abagcini bendlu baya kungcangcazela, ati amadoda amandla azigobe, nabasili banqumame ngokuba bebancinane, nabakangelayo ngefenstile benzwe mnyama,
4
nengcango zivalwe esitarateni, sakuba isandi sokusila sitambile, aze avuke ngelizwi lentaka, ziti zonke intombi zokucula zitotywe;
5
nxa kanjako baya kwoyika into ende, nezituso zisendleleni, siti isamonde sidelwe, nenkumbi ibe ngumtwalo, nenkanuko itshitshe; ngokuba umntu esiya ekayeni lake elingunapakade, nabalili bayahambahamba esitarateni:
6
ingekaqauki intambo yesilivere, ingekatyumki indebe yegolide, ungekaqekezwa umpanda emtonjeni, ingekatyunyuzwa ingqengqeleko ngasequleni,
7
lwandule utuli lubuyele emhlabeni njengokuba belunjalo, nomoya ubuyele kutixo owawunikayo.
8
OKUNGENDAWO kwokungendawo, utsho umshumayeli, konke kokungendawo.
9
Nangapandle kwokokuba umshumayeli ebengolumkileyo, wati kanjako wabafundisa abantu ukwazi; ewe, wabencabenca, wapengulula, walungisa imizekeliso emininzi.
10
Wafuna umshumayeli ukufumana amazwi akolekileyo, waza waba̔la ngolungelelwano amazwi enyaniso.
11
Amazwi abalumkileyo anjengezihlaba, n a wabapati bentlanganiso anjengezikonkwane eziqinisiweyo, anikiwe yo ngumalusi emnye.
12
Nangapandle kwezi zinto, nyana wam! zuyaleke: akuko kupela kwokuzenza incwadi ezininzi: kanjalo ufundo oluninzi luyindiniso kwinyama.
13
Ukugqibela kwendawo, okwayo yonke, masikuve: Yoyika utixo, nemiyalelo yake uyigcine; ngokuba oku bonke abantu ngebekwenza.
14
Ngokuba izenzo zonke eya kuzizisa utixo ekugwebeni, kunye nezinto zonke ezifihlakeleyo, nokuba zilungile, nokuba zikohlakele.
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12