bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Zechariah 5
Zechariah 5
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 6 →
1
NDABUYA ndapakamisa amehlo am, ndakangela, kekaloku nanguya umqulu obalekayo.
2
Yayisiti kum: Ubona nto nina? Ndati: Ndibona umqulu obalekayo; ubude bawo zikubite ezimashumi mabini, nobubanzi bawo zikubite ezilishumi linye.
3
Yaza yati kum: Lo sisiqalekiso esipumelayo pezu kwobuso balo lonke ilizwe; ngokuba osukuba esiba̔ eya kukukuliswa ngelicala, njengokwaso; nosukuba efunga uya kukukuliswa ngelocala, njengokwaso.
4
Ndiyasipumisa, utsho uyehova wemikosi, sasiya kungena endlwini yoba̔yo, nasendlwini yolifungayo ngobuxoki igama lam; ewe, sohlala pakati kwendlu yake, sigqibe yona, nemiti yayo, namatye ayo.
5
Yandula yavela ingelosi eyateta nam, yati kum: Pakamisa ke amehlo ako, ubone lento evelayo ukuba iyinina.
6
Ndati: Yinto nina yona? Yayisiti: Le yiyefa evelayo. Yalekela ukuti: Le kukubonakala kwabo kulo lonke ilizwe.
7
Kekaloku bona ke, imbumbulo yelode ibifunqulwa; kwabekuko umfazi ehleli pakati kwayo iyefa.
8
Yayisiti: Lo yinkohlakalo. Yandula yamwisa pakati kwayo iyefa, nembumbulo yelode yayiwisa pezu kwomlomo wayo.
9
Ndaza ndapakamisa amehlo am, ndakangela, kekaloku bona ke, kwavela abafazi babini, umoya usemapikweni abo; ngokuba bebenamapiko njengamapiko eṙaside: bati bona bayifunqula iyefa pakati kwomhlaba nezulu.
10
Ndaza ndati kwingelosi eyateta nam: Bayisa iyefa ngapina aba?
11
Yayisiti kum: Bayakele indlu elizweni le‐Shinare; ngokuba iya kumiswa, iti yona ibekwe apo pezu kwesikondo sayo.
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14