bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Zechariah 7
Zechariah 7
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 8 →
1
KWAYE kute ngowesine umnyaka ka‐Dariyusi ukumkani, ilizwi likayehova leza ku‐Zekariya ngowesine umhla wenyanga yesitoba, ngeyo Kisilevu;
2
nxa i‐Betele yatumayo u‐Sharetsere, no‐Regeme‐meleke namadoda ake, ukumbongoza uyehova,
3
n okuteta kubaperisite abebesendlwini kayehova wemikosi, nakubaprofite, ngokuti: Ndiya kulila kweyesihlanu inyanga na, ndizahlula njengokuba ndenje njalo leminyaka mininzi kangaka?
4
Landula ilizwi likayehova wemikosi leza kum, lisiti:
5
Teta kubo bonke abantu belizwe, nakubo abaperisite, usiti: Xeshekweni benikwenza inzilo nokulila kweyesihlanu nakweyesixe̔nxe inyanga, kwa lominyaka ingamashumi asixe̔nxe, naka nandizilela mna na?
6
Naxeshekweni benisidla, naxeshekweni benisela, beningenini abadlayo na, beningenini abaselayo na?
7
Lamazwi asi ngawo na owawashumayelayo uyehova ngabaprofite bapambili, okuya i‐Yerusaleme ibimiwa, n okuya ibinokwonwaba, nezixeko zayo eziyingqongayo, kwakumiwa isuyide netafa?
8
Leza ilizwi likayehova ku‐Zekariya kanjako, lisiti:
9
Wabesitsho uyehova wemikosi ukuti: Gwebani ngokugweba okuyinyaniso, nenze ngobubele nangenceba omnye kwomnye;
10
ningabandezeli umhlolokazi nenkedama, owasemzini nolihlwempu; ningaqingelani ububi entliziyweni yenu.
11
Bati kodwa bala ukupulapula, bapepisa igxalaba; nendlebe zabo bazenza nzima, ukuba bangeva.
12
Nentliziyo yabo bayenza njeng edamante, ukuba bangeva umteto, namazwi owawatumayo uyehova ngomoya wake, ngabo abaprofite bapambili; kwaza kwabako umsindo omkulu uvela kuyehova wemikosi.
13
Kwabekute ngoko, njengokuba ebebizile yena, bengevanga bona, kwa njalo babiza bona, ndingevanga mna, utsho uyehova wemikosi;
14
kodwa ndabaci̔ta ngesaqwiti pakati kwazo zonke izizwe abebengazazi; laza ilizwe laba bugxwayiba emva kwabo, kungeko owadlulayo nowabuyayo: ngokuba bebelenze ilizwe elinqwenelekileyo libe bugxwayiba.
← Chapter 6
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 8 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14