bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Hosea 11
Hosea 11
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 12 →
1
NXA u‐Sirayeli abengumntwana, ndandula ndamtanda, ndambiza unyana wam apume e‐Jipete.
2
Njengokuba bebabizile, kwa njalo bemka ebusweni babo; babingele o‐Bali, baqu̔misela imifanekiso eqingqiweyo.
3
Ndamfundisa u‐Frayime ukuhamba, ndabatabata ngengalo zabo: abakwazi noko ukuba ndim owabapilisayo.
4
Ndabar̔ola ngentambo zabantu, ngentsontelo zotando: ndandinjalo kubo njengabafunqulayo iyokwe emihlatini yabo; ndababekela ukutya, ndabadlisa.
5
Akayi kubuyela elizweni le‐Jipete, kodwa um‐Asiriya woba ngukumkani wake; ngokuba balile ukuguquka.
6
Saye isiṙele siya kuhlika ezixekweni zake, sasiya kugqiba imivalo yake, sidle nokudla, ngenxa yamaqinga abo.
7
Ngokuba abantu bam bejingela ukupambuka kum: nangona bababizelayo kopezu kwonke, akuko namnye oya kumpakamisa.
8
Ndingati nina ukukuncama, Frayime? ndingati nina ukukuyekelela, Sirayeli? ndingati nina ukukwenza njenge‐Adema? ndingati nina ukukumisa njenge‐Tseboyime? intliziyo yam ipetukile pakati kwam, inceba zam ziyavuta kunye.
9
Andiyi kwenza ngobushushu bengqumbo yam, andiyi kubuya ukutshabalalisa u‐Frayime; ngokuba ndi ngutixo, ndingengumntu; ndingoyingcwele pakati kwako; andiyi kungena esixekweni.
10
Bomlandela uyehova; wogquma njengengonyama: xeshekweni agqumayo, luya kwandula usapo luvele ngobunxamo elwandle.
11
Lwovela ngobunxamo njengehobohobo e‐Jipete, nanjengehobe elizweni le‐Asiriya: ndandiya kuluhlalisa kwezalo izindlu, utsho uyehova.
12
U‐FRAYIME undipahlile ngobuxoki, nendlu ka‐Sirayeli ngenkohliso: kodwa u‐Juda usesebukosini kunye notixo, unyanisekile kunye nabangcwele.
← Chapter 10
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 12 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14