bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
/
Hosea 3
Hosea 3
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 4 →
1
*UNdikhoyo wathi kum: “Phinda umthande umfazi wakho nangona engumkrexezikazi othandana nandoda yimbi, kuba nam ndisamthanda uSirayeli nakubeni ngoku selethabathekile ngabanye oothixo, ethanda amaqebengwana anerasentyisi.”
2
Ngoko ke ndamhlawulela ngeshumi elinesihlanu leesiliva nangerhasi ebunzima buziikhilogram ezilikhulu mashumi mahlanu.
3
Ndathi kuye: “Uzuzigcinele mna imihla emininzi, ukuyeke ukuhenyuza oku, ungabi ngowandoda yimbi. Nam ke ndokwenjenjalo.”
4
Kuba kaloku amaSirayeli oba nethuba elide engenakumkani natshawe, kungekho dini litshiswayo nalitye linqulwayo, *engenasidanga *namilondekhaya.
5
Kamva ke amaSirayeli aya kubuya amfune uNdikhoyo uThixo wawo, nokumkani wawo uDavide. Ngemihla yokugqibela aya kuza kuNdikhoyo ngoloyiko, efuna iintsikelelo zakhe.
← Chapter 2
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 4 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14