bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
/
Job 17
Job 17
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 18 →
1
“Umoya wam wonakele, nemihla yam iphelile; ngoku sending'ong'ozelwe lingcwaba.
2
Inene, ngapha nangapha ndiphahlwe ngabandigculelayo; ewe, ndijongene nentiyo yabo.
3
“Nceda, Thixo, undibekele isibambiso. Kakade ke ibingubani omnye ongandikhuselayo?
4
Kaloku iingqiqo zabo uzithe lwale ngokungaqondi; ngoko ke mabangandoyisi.
5
Kaloku umntu ongcothoza izihlobo zakhe ngenxa yenzuzo, abantwana bakhe baya kufa amehlo.
6
“Undenze ndaba ngundaba-mlonyeni kubantu bonke, into etshicelwa ebusweni.
7
Ngenxa yeenzingo amehlo am selede anorhatyazo; sendide ndayingcadalala ephephukayo.
8
Abo banyanisekileyo ke bamangalisiwe; ewe, abamsulwa bayakhathazeka ngenxa yabachasene noThixo.
9
Olilungisa ubambelele nkqi endleleni yakhe, ngokunjalo ke nabo bazandla zimsulwa baya besomelela ngokomelela.
10
“Kambe ke, noba niyaphinda nibuye xa ninonke, andiyi kufumana nasinye isilumko apho phakathi kwenu.
11
Imihla yam iphelile, namacebo am achithakele, ngokunjalo neminqweno yam ivuthulukile.
12
Ubusuku bathi yimini; kanti xa kuhlwayo bathi sekuza kusa.
13
Uthi ke, xa ndingasuka ndithi elabafileyo likhaya lam, ndize ndizandlalele kwamnyama-ndawo,
14
okanye ke, xa ndinokuthi ingcwaba ngubawo, ndize ndithi iimpethu ngumama nodade wethu:
15
liphi ke ithemba lam, ingubani khona onokundibonelela?
16
Ngaba bendinokuhla nalo na ndiye emasangweni elabafileyo? Bendinokuhla nalo na, ndiye kuphumla nalo eluthulini?”
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42