bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
/
Job 23
Job 23
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 24 →
1
UYobi uphendule wenjenje:
2
“Nanamhlanje ndisamkhalazela ndikrakra uThixo, kuba undiphethe gadalala nakuba sendincwina kangaka nje!
3
Akwaba bendimazi apho akhoyo, ndiyazi nendlela eya apho ahlala khona.
4
Bendiya kusibeka isikhalo sam phambi kwakhe, ndixoxe ndizithethelele.
5
Bendiya kukhe ndimve ukuba uthini na; ndive ukuba uthetha ntoni na.
6
Ngaba angasunduzana nam ngaloo mandla akhe? Hayi, uThixo ngeke akwenze oko.
7
Kaloku enkundleni yakhe amalungisa aphuma phambili. Ke ngoko uMgwebi wam ebeya kundigwebela kuphele.
8
“Ndikhangele ndamfuna empumalanga, kodwa andimfumani; ukanti nasentshonalanga andimbhaqanga.
9
Nokuba usebenza kwelasentla andimboni; xa ebuyela kwelasezantsi usithele emehlweni am.
10
Phofu ke uThixo uyayazi indlela endiyihambayo; ukuba unokukhe andivavanye ndingafumaneka ndimsulwa okwegolide.
11
Kaloku iinyawo zam zilandela emkhondweni wakhe; indlela yakhe ndiyigcinile, andaphambuka kuyo.
12
Andiyishiyanga imiyalelo yemilebe yomlomo wakhe; andenzanga ngokufuna kwam, koko ndiwathobele amazwi akhe.
13
Xa enze isigqibo ngubani ongamjikayo? Oko afuna ukukwenza uyakwenza.
14
Ngoko ke uya kukufezekisa konke oko andimisele kona, nditsho nokuba yintoni na ayicebileyo ngam.
15
Ngoko ke ndisuka ndirhwaqele phambi kwakhe; ewe, ndithi ndakucinga ngaye ndinkwantye.
16
NguThixo lo unditsho ndoyika kangaka! Ewe, nguSomandla lo undirhwaqelisayo.
17
Phofu bona ubumnyama abundivalanga umlomo, nditsho esi sithokothoko sigqume ubuso bam.”
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 24 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42