bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
Job 23
Job 23
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 24 →
1
Waphendula uYobhi, wathi,
2
Nanamhlanje inkalazo yam ineenkani, Isandla sam sinzima phezu kokugcuma kwam.
3
Yoo! Andaba bendisazi apho ndingamfumana khona, Ndize esihlalweni sakhe!
4
Bendiya kulicacisa phambi kwakhe ityala lam, Ndiwuzalise umlomo wam ngeziganeko.
5
Andaba bendikwazi ukuthetha abeya kundiphendula ngako, Ndiyiqonde into abeya kuyithetha kum.
6
Wobambana nam ngamandla amakhulu na? Hayi! Kodwa ke wondigqala.
7
Oko othe tye ubeya kubonisana naye, Ndisinde kumgwebi wam, kuphele.
8
Yabona, ndisinga phambili, angabikho; Nangasemva, ndingamnakani;
9
Ngasekhohlo, ekusebenzeni kwakhe, ndingamalami; Xa atyekela ngasekunene, ndingamboni.
10
Kuba uyayazi indlela enam; Endicikidile, bendiya kuphuma njengegolide.
11
Unyawo lwam lubambe umkhondo wakhe, Ndayigcina indlela yakhe, andathi gu bucala.
12
Emthethweni wemilebe yomlomo wakhe andisukanga;Ndiwabekile amazwi omlomo wakhe kunowam ummiselo.
13
Ke yena umi ndaweni-nye, ngubani na ongambuyisayo?Umphefumlo wakhe ukhanukile, uya kwenza oko.
14
Kuba uya kukufeza oko ndikumiselweyo; Zininzi ke izinto ezinje kuye.
15
Ngenxa yoko ndikhwankqiswe ebusweni bakhe. Ndakukugqala, ndisuka ndinkwantye nguye.
16
UThixo uyiqobisile intliziyo yam. USomandla undikhwankqisile.
17
Kuba andibhangiswanga ngenxa yobumnyama, Nangenxa yobuso bam obugutyungelwe sisithokothoko.
← Chapter 22
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 24 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42