bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
Job 30
Job 30
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 31 →
1
Kungoku bayandihleka abancinane kunam ngemihla, Abayise babo ndibe ndicekisa nokubabeka nezinja zomhlambi wam.
2
Khona abengaba ngawantoni na kum amandla ezandla zabo, Abaphelelwe ngamandla?
3
Bathe ngokuswela nokulamba banqina, Abo banqabi bomqwebedu, Bobumnyama bentshabalala yakwantshabalala;
4
Abo baqhawula imbuwa ematyholweni, Abasonka siyingcambu yonwele.
5
Bayagxothwa phakathi kwabantu; Bahlatyelwa umkhosi ngathi ngamasela;
6
Bahlale ezihlanjeni ezingcangcazelisayo, Emingxunyeni yomhlaba nasemaweni.
7
Babhomboloza phakathi kwamatyholo, Bafumbalala phantsi kwamarhawu,
8
Bengoonyana bezidenge kwanoonyana babangenagama, Ababethwa bemke ezweni.
9
Kungoku ndiyingoma yabo. Ndaba kukukhuluma kwabo.
10
Ndilisikizi kubo, bakude nam; Abawanqandi amathe ebusweni bam.
11
Kuba ulucombulule uthambo lwam, wandicinezela, Bawuyeka umkhala phambi kwam.
12
Ngasekunene kuphakama ubuvuvana; Batyhala iinyawo zam, Bandifumbele umendo wabo wokusindeka.
13
Bayenza amagqagala indlela yam, Bancedisa ukweyela kwam, Abangenamncedi.
14
Ukuza kwabo ngathi bagqobhoza ithuba elibanzi eludongeni, Bagaleleka kum nokuthi golokongqo kwalo.
15
Kuguqukele kum ukukhwankqisa, Kubusukela ubunene bam njengomoya; Kudlule njengelifu ukusindiswa kwam.
16
Kungoku uziphalazela phakathi kwam umphefumlo wam;Indibambile imihla yeentsizi.
17
Ubusuku buphehla amathambo am, aqhiwuke kum; Iintlungu ezindidlayo azipheli.
18
Ngobukhulu bamandla sizenze sasisimbi isambatho sam, Sithe nca kum njengomqala wengubo yam yangaphantsi.
19
Undijulele eludakeni, Ndafana nothuli nothuthu.
20
Ndiyazibika kuwe, ungasabeli; Ndisuka ndime, undijonge.
21
Uzenza isijorha kum; Unditshutshisa ngamandla esandla sakho.
22
Undifukulela emoyeni, undikhwelisa kuwo, Undibhangise nokuzongoma kwawo.
23
Kuba ndiyazi ukuba uya kundibuyisela ekufeni, Endlwini yokuhlangana kwabaphilileyo bonke.
24
Kodwa ekuthini bhuma, umntu akoluli sandla na, Azibike ngenxa yoko elishweni lakhe?
25
Khona andimlilelanga yini na omini zinobubi?Ubungenalusizi na umphefumlo wam ngenxa yehlwempu?
26
Kuba ndathemba okulungileyo, kweza okubi; Ndalinda ukukhanya, kweza isithokothoko.
27
Amathumbu am abila, akayeka; Yandihlangabeza imihla yeentsizi.
28
Ndahamba ndinezimnyama zokuzila, akwabakho langa;Ndaphakama ebandleni, ndazibika.
29
Ndingumzalwana weempungutye, Nomlingane weenciniba.
30
Ulusu lwam luyadlubhuka kum, lumnyama. Namathambo am atshile kukoma.
31
Uhadi lwam lwaba sisijwili, Ugwali lwam lwaba lilizwi labalilayo.
← Chapter 29
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 31 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42