bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
Job 29
Job 29
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 28
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 30 →
1
Wahambisa uYobhi ukuphakamisa umzekeliso wakhe, wathi,
2
Yoo! Andaba bendineenyanga ezinjengezaphambili, Njengemihla abendigcinile uThixo;
3
Xa ukukhanya kwesibane sakhe bekuphezu kwentloko yam, Xa ngokukhanya kwakhe bendibuhamba ubumnyama;
4
Njengoko bendinjalo ngemihla yam yokwindla, Oko ukucweya kukaThixo bekuphezu kwentente yam;
5
Oko uSomandla ebesenam, Bengeenxa zonke kum abantwana bam;
6
Oko ebehlanjwa amabanga am ngamasi, Iliwa lindithululela imijelo yeoli.
7
Xa ekuphumeni ngesango bendinyuka ukuya kuwo umzi, Ndimise isihlalo sam endaweni yembutho,
8
Andibona amadodana, azimela, Asuka amaxhego, ema.
9
Abathetheli bakuyeka ukukhuluma, Babeka isandla emlonyeni.
10
Ilizwi leenganga lazimela, Nolwimi lwazo lwanamathela ekhuhlangubeni azo,
11
Kuba indlebe yeva, yathi ndinoyolo; Iliso labona, landingqinela.
12
Kuba bendisiza iintsizana ezizibikayo, Neenkedama, noswele umncedi.
13
Intsikelelo yabadakayo ibindizela, Nentliziyo yomhlolokazi bendiyimemelelisa.
14
Ubulungisa bendibambatha bundambathe; Lwaba njengengubo yokwaleka nonkontsho ugwebo lwam.
15
Bendingamehlo kwimfama, Bendiziinyawo kwisiqhwala;
16
Bendinguyise kumahlwempu, Netyala lendingabaziyo bendiligocagoca.
17
Bendiwaphula amabamba ogqwethayo, Bendilikhupha emazinyweni akhe ixhoba.
18
Ndathi ke, Ndiya kuphuma umphefumlo kunye nendlu yam, Ndiyandise imihla yam njengentaka engafiyo.
19
Ingcambu yam iya kuvulelwa amanzi, Ulale umbethe emasebeni am.
20
Uzuko lwam luya kuhlala lulutsha kum, Sihlaziyeke isaphetha sam esandleni sam.
21
Babendiphulaphula, balindele, Bathi tu ecebeni lam.
22
Emva kwelizwi lam babengaphindi bathethe, Kubachaphazele ukukhuluma kwam.
23
Babendilinda njengemvula, Imilomo yabo bayakhamisele eyasekwindla.
24
Bendibancumela, bencamile; Ukukhanya kobuso bam bangakusanganisi.
25
Bendibanyulela indlela, ndihlale ndiyintloko; Bendihlala njengokumkani phakathi komkhosi, Njengothuthuzela abenza isijwili.
← Chapter 28
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 30 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42