bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
/
Job 8
Job 8
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 9 →
1
Wasusela uBhiledadi wakwaShuwa, wathi,
2
Kunini na uthetha izinto ezinje? Engumoya omkhulu amazwi omlomo wakho?
3
UThixo angakwenza gwenxa na okusesikweni? USomandla angabenza gwenxa na ubulungisa?
4
Ukuba abantwana bakho bathe bamona yena, Wabanikela esandleni sesikreqo sabo;
5
Ukuba uthe wamfuna ngenkuthalo uThixo wena, Watarhuzisa kuSomandla;
6
Ukuba uthe wacoceka, wathi tye wena, Okunene, wovuka ngoku ngenxa yakho, Alisikelele ikhaya lobulungisa bakho;
7
Kuthi ukuqala kwakho kube kuyinto encinane, Ukuphuma kwakho kube kukhulu kakhulu.
8
Kuba khawubuze kwisizukulwana saphambili; Uxunele ekugocagoceni kooyise baso:
9
Kuba singabezolo thina, asinakwazi; Ngokuba isisithunzi imihla yethu ehlabathini.
10
Abayi kukuyala na abo, bathethe kuwe. Barhole amazwi entliziyweni yabo? bathi,
11
Iyakhula na imikhanzi, kungekho mgxobhozo? Iyahluma na ingcobo, kungekho manzi?
12
Iseluhlaza, ingekaphiwa, Yoyiphangela ingca yonke ngokoma.
13
Unjalo umendo wabo bonke abamlibalayo uThixo, Nethemba lomkhohlisi liyadaka;
14
Ngokuba ukugasa kwakhe kuyanqunyulwa; Yindlu yesigcawu ukukholosa kwakhe.
15
Wayama ngendlu yakhe, ingemi; Ubambelela kuyo, ingahlali.
16
Uluhlaza phambi kwelanga, Namagatya akhe ayaqabela eludongeni lwentsimi yakhe;
17
Iingcambu zakhe zijijene emweweni, Utyhudisa ezingcambeni zamatye.
18
Ukuba uthe wamginya endaweni yakhe, Yomkhanyela ithi, Andikubonanga.
19
Yabona, yiyo le imihlali yendlela yakhe, Ize eluthulini kuntshule abanye.
20
Yabona, uThixo akamcekisi ogqibeleleyo, Akababambi ngesandla abenzi bobubi.
21
Uya kuwuzalisa umlomo wakho ngokuhleka, Nemilebe yomlomo wakho ngokuduma:
22
Abakuthiyayo baya kwambatha ukudana, Ingabi sabakho intente yabangendawo,
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42