bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Hebrews 8
Hebrews 8
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 9 →
1
KEKALOKU eyona nto inkulu kwezozinto zite-wayo, yeyokuba sinonjalo engumperisite omkulu, ohleli pantsi ngasekunene kweterone yobukulukazi emazulwini;
2
umkonzi weyingcwele indawo, nowetabanakele eyinyaniso, leyo iyimisileyo inkosi, engenguye umntu.
3
Ngokuba osukuba engumperisite omkulu emiselwa ukuba anikele iminikelo namadini: kukona kufanelekile ukuba naye lo abe nento angayinikelayo.
4
Ngokuba yena ukuba ebeko emhlabeni, ngeengabi engumperisite nakanye, sebeko nje abaperisite abanikelayo iminikelo ngokwomteto;
5
abati bona basikonze isifanekiso nesitunzi sezinto zasezulwini, kwa njengokuba u‐Mosesi ebeyalwa ngutixo, akuba ebeza kuyenza itabanakele; ngokuba esiti: Lumka ukuba uzenze zonke izinto ngomfanekiselo ububoniswa wona entabeni:
6
kodwa kaloku uzuzile isikonzo esidluliseleyo ngakumbi, kwa ngendawo lugqitisele ngakumbi ngayo ucebano angumlamli walo, oluqinisiwe lona pezu kwamadinga alungileyo kwa wolunye.
7
Ngokuba olo lwokuqala ukuba belungenanto yokweyiwa, ngekungafunelwanga olwesibini indawo.
8
Ngokuba e lw eya nje lona esiti kubo: Bona ke, imihla iyeza, utsho uyehova, nxa ndiya kwenzela indlu ka‐Sirayeli nendlu ka‐Juda ucebano olutsha:
9
lungenjengalo ucebano endalwenzayo noyise babo, emhleni ndabendibamba isandla sabo, ukuba ndibapumise elizweni le‐Jipete; ngokuba bona bebengahlalanga elucebanweni lwam, nam andabakatalela, utsho uyehova.
10
Ngokuba lulo olu ucebano endiya kulwenza nendlu ka‐Sirayeli emveni kwalomihla, utsho uyehova: Ndiya kubeka imiteto yam engqondweni yabo, napezu kwentliziyo yabo ndoyiba̔la; ndandiya kuba ngutixo wabo, bati bona babe ngabantu bam.
11
Baye bengasayi kufundisa omnye ummelwane wake, nomnye umzalwana wake, esiti: Yazi uyehova; ngokuba bonke beya kundazi, kwa kuye omncinane wabo kude kube kuye omkulu wabo.
12
Ngokuba ndiya kuba netaṙu kuko ukungalungi kwabo, nezono zabo nezigqito zabo andisayi kubuya ndizikumbule.
13
Ekubeni ati: Ucebano olutsha; ulwenzile ludala olwokuqala. Kodwa oko kwenziwayo okudala nokwalupeleyo, kukufupi nokutiwa shwaqe.
← Chapter 7
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 9 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13