John 5
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
9Usuke kwaoko waphila umntu, waluthabatha ukhuko lwakhe, wahamba. Ke kaloku kwakuyisabatha loo mini.
39Ziphengululeni izibhalo; ngokuba nina niba ninobomi obungunaphakade kuzo; zaye zona zingqina ngam.