bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Joshua 5
Joshua 5
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 6 →
1
KWAZA kwati, kwakuviwa ngabo bonke okumkani baba‐Amori, abebenganeno kwe‐Yoredane ngasentshonalanga, nangabo bonke okumkani baba‐Kanane, abebengaselwandle, ukuba uyehova uwatshisile amanzi ayo i‐Yoredane pambi kwosapo luka‐Sirayeli, sada sawela, zandula zanyibilika intliziyo zabo, kanjako akwabi sabiko ubugagu kubo, ngenxa yosapo luka‐Sirayeli.
2
Ngeloxesha wati uyehova ku‐Yoshuwa: Zenzele izitshetshe zamatye abukali, ubuye waluse usapo luka‐Sirayeli ngokwesibini.
3
Waza u‐Yoshuwa wazenzela izitshetshe zamatye abukali, walwalusa usapo luka‐Sirayeli e‐Gibeha‐haralote.
4
Yiyo le indawo ekungenxa yayo u‐Yoshuwa walwalusa: Bonke abantu ababepumile e‐Jipete bengamadoda, onke amadoda okulwa, bebetile entlango endleleni, emva kwokupuma kwabo e‐Jipete.
5
Ngokuba bonke abantu ababepumile kona bebengabalukileyo; kodwa bonke abantu ababezalelwe entlango endleleni, emva kwokupuma kwabo e‐Jipete, bona bebengabalusanga.
6
Ngokuba usapo luka‐Sirayeli beluhamba iminyaka yamashumi mane entlango, kwada kwagqityelwa bonke abantu bengamadoda okulwa, ababepumile e‐Jipete, ababengapulapulanga ilizwi likayehova; owati uyehova wabafungela ukuba akayi kubabonisa ilizwe, elo wafunga uyehova koyise babo ukuba wolinika kuti, ilizwe elela ubisi nobusi.
7
Kodwa onyana babo o wabebavusa esikundleni sabo, bona u‐Yoshuwa wabalusa; ngokuba bebengabangalukileyo, ngenxa yokuba bebengabalusanga endleleni.
8
Kwaza kwati, kwakugqitywa ukwalusa bonke abobantu, bahlala endaweni yabo emnqubeni bada bapila.
9
Wandula wati uyehova ku‐Yoshuwa: Namhla nje ndisiqengqile isigxeko se‐Jipete sisuke kuni. Ngako kubizwa igama laleyo indawo ngokuti yi‐Gilegale, kude kube namhla nje.
10
Nxa usapo luka‐Sirayeli belute waca e‐Gilegale, lwabamba ipasika ngosuku lweshumi linesine lwenyanga ngokuhlwa, ematafeni ase‐Jeriko.
11
Lwaye lusidla kwintlumelo yomhlaba ngomnye umhla emva kwepasika, izonka ezingenagwele, namaqashu, kwa ngokwa nguwo umhla lowo.
12
Yaza yapela imana ngomnye umhla emveni kwokuba beludlile kwintlumelo yomhlaba; kanjalo usapo luka‐Sirayeli alwabi senayo imana, koko lube lusidla kwimveliso yelizwe le‐Kanane kwa ngalomnyaka.
13
KWAYE kute, akuba u‐Yoshuwa ebengase‐Jeriko, wapakamisa amehlo ake, wakangela, kekaloku, nantsi indoda imi malungana naye, ineṙele layo lir̔oliwe esandleni sayo. Wasuka u‐Yoshuwa waya kuyo, wati kuyo: Ungecala letu na, ungecala lentshaba zetu kusinina?
14
Yati: Hai, kungokuba ndiyinkosi yomkosi kayehova endizileyo kaloku. Waza u‐Yoshuwa wawa ngobuso ngasemhlabeni, waziqubuda, wati kuyo: Iti nina inkosi yam esicakeni sayo?
15
Yaza inkosi yomkosi kayehova yati ku‐Yoshuwa: Susa izihlangu zako ezinyaweni zako, ngokuba indawo umi pezu kwayo iyingewele. Wenje njalo ke u‐Yoshuwa.
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24