bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
/
Genesis 5
Genesis 5
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 6 →
1
Nanga amagqabantshintshi ngoAdam. (Kaloku uThixo ukudala kwakhe abantu, wabenza bafana naye.
2
Wadala indoda nomntu obhinqileyo, wabathamsanqelisa, wathi bangabantu.)
3
Akuba nekhulu elinamashumi mathathu uAdam, wazala unyana owayefuze yena ncakasana, wathi igama lakhe nguSeti.
4
UAdam wahlala amakhulu asibhozo eminyaka emva koko. Waba nabanye oonyana neentombi.
5
Ubhubhe enamakhulu asithoba namashumi mathathu ubudala.
6
Uthe akuba nekhulu elinesihlanu uSeti, wazala unyana uEnoshe.
7
Yena uhleli amakhulu asibhozo anesixhenxe, wazala abanye abantwana.
8
Wabhubha enamakhulu asithoba aneshumi elinambini leminyaka.
9
UEnoshe yena wayenamashumi asithoba eminyaka ukuzala kwakhe unyana, uKenan.
10
Uhleli amakhulu asibhozo aneshumi elinesihlanu, wazala nabanye abantwana.
11
Ubhubhe enamakhulu asithoba anesihlanu.
12
UKenan yena uzele uMahalaleli xa enamashumi asixhenxe ubudala.
13
Wahlala amakhulu asibhozo namashumi mane; wazala abanye abantwana.
14
Yena ubhubhe enamakhulu asithoba aneshumi leminyaka ubudala.
15
UMahalaleli uzele unyana wakhe uJerede xa wayenamashumi amathandathu anesihlanu ubudala.
16
Uhleli amakhulu asibhozo anamashumi mathathu emva koko, wazala nabanye abantwana.
17
Yena ubhubhe emakhulu asibhozo namashumi asithoba anesihlanu.
18
UJerede wayeneminyaka elikhulu elinamashumi amathandathu anambini ukuzala kwakhe unyana wakhe uInoki.
19
Emva koko uhleli amakhulu asibhozo eminyaka, wazala abanye abantwana.
20
Ubhubhe xa emakhulu asithoba anamashumi amathandathu anesibini ubudala.
21
UInoki uzele unyana, uMethusela, xa wayenamashumi mathandathu anantlanu eminyaka.
22
Emva koko uInoki wahlala amakhulu amathathu eminyaka edlelana noThixo. Uphinde wanabanye abantwana.
23
Ubomi ubudle amakhulu mathathu namashumi mathandathu anesihlanu eminyaka.
24
Wayesoloko enobudlelane noThixo ngalo lonke elo xesha. Kamva ke wathi shwaka akaziwa apho akhoyo, kuba wayethathwe nguThixo.
25
UMethusela wazala unyana, uLameki, enekhulu linamashumi asibhozo anesixhenxe.
26
Wahlala amakhulu asixhenxe anamashumi asibhozo anambini. Wazala nabanye abantwana.
27
Wabhubha emakhulu asithoba namashumi mathandathu anesithoba ubudala.
28
ULameki wayenekhulu linamashumi asibhozo anambini ukuzala kwakhe unyana.
29
Wathi yakuvela loo nkwenkwe: “Lo mntwana uza kusithuthuzela ekubulalekeni kulo mhlaba uqalekisiweyo *nguNdikhoyo.” Wathi ke igama lakhe nguNowa.
30
ULameki wahlala amakhulu amahlanu anamashumi asithoba anesihlanu emva koko. Wazala nabanye abantwana.
31
Ubhubhe emakhulu asixhenxe mashumi asixhenxe anesixhenxe ubudala.
32
Akuba makhulu mahlanu eminyaka uNowa wazala oonyana babathathu; yayinguShem, noHam, noYafete.
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 32
Chapter 33
Chapter 34
Chapter 35
Chapter 36
Chapter 37
Chapter 38
Chapter 39
Chapter 40
Chapter 41
Chapter 42
Chapter 43
Chapter 44
Chapter 45
Chapter 46
Chapter 47
Chapter 48
Chapter 49
Chapter 50
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31
32
33
34
35
36
37
38
39
40
41
42
43
44
45
46
47
48
49
50