bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 13
Proverbs 13
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 14 →
1
UNYANA olumkileyo uyeva imfundiso kayise; kodwa umgxeki akeva intetiso.
2
Ngesixakato somlomo womntu wodla okulungileyo; kodwa umpefumlo wabenza ngobuxoki wodla ubudlwengu.
3
Olinda umlomo wake, uyagcina ubomi bake: owakamisa kakulu umlomo wake, woba nentshabalalo.
4
Umxe̔lo wevila uyakanuka, kanti akuko nto; kodwa umxe̔lo wabakuteleyo wotyetyiswa.
5
Ukuteta okubuxoki olungileyo uyakutiya; kodwa okohlakeleyo uyazinukisa, azenzele ihlazo.
6
Ubulungisa buyamlondoloza ondlela ilungile: kodwa inkohlakalo iyameyelisela onesono.
7
Kuko ozityebisayo, engenanto noko; kuko ozenza ihlwempu, enemfuyo enkulu noko.
8
Isizi sobomi bomntu sibubutyebi bake; kodwa ihlwempu aliva intetiso.
9
Isikanyiso sabalungileyo siyavuya: kodwa isibane sabakohlakeleyo siya kucinywa.
10
Nger̔atshi kuvuswa ingxolisano kupela; kodwa kuko ubulumko nabavumayo ukucetyiswa.
11
Imfuyo ezuziweyo ngokungendawo iya kuncitshiswa: kodwa obutayo ngesandla uya kwandisa.
12
Itemba elibanjezelweyo liyavisa intliziyo ubuhlungu; kodwa ingumti wobomi inkanuko efeziweyo.
13
Olidelayo ilizwi wobujiswa; kodwa owoyikayo umyalelo, yena wovuzwa.
14
Umteto welumko ungumtombo wobomi, kuze kumkiwe kuyo imigibe yokufa.
15
Ingqondo elungileyo iyanika ufefe: kodwa indlela yabenza ngobuxoki ilukuni.
16
Osukuba enokutelekelela uyenza ngokwazi; kodwa ihilihili liyatwabulula ubudenge.
17
Isitunywa esikohlakeleyo siyeyela ebubini: kodwa isigidimi esinyanisekileyo siyimpiliso.
18
Owalayo imfundiso woba nobuhlwempu nehlazo; kodwa ogqalayo ukwohlwaywa uya kubekwa.
19
Imnandi empefumlweni inkanuko efeziweyo; kodwa kuyintshontsho kwizidenge ukumka enkohlakalweni.
20
Ohambayo nabalumkileyo wolumka naye: kodwa okolana nezidenge uya kuzuza ingozi.
21
Ububi buya kuputuma aboni; kodwa abalungisayo bovuzwa ngokulunga.
22
Olungileyo uyashiyela abantwana babantwana ilifa; kodwa ubutyebi bomoni bubekelelwa olungisayo.
23
Ukulima kwamahlwempu kuyanika ubuninzi bokutya; kodwa kuko obujiswayo ngokuswela ubugwebo.
24
Oyeka uswazi lwake, uyamtiya unyana wake: kodwa omtandayo, uyafuna ukululekwa kwake kamsinyane.
25
Olungileyo uyadla kude kube kukuhlutiswa kwomxe̔lo wake; kodwa isisu sabakohlakeleyo soswela ukutya.
← Chapter 12
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 14 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31