bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 18
Proverbs 18
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 17
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 19 →
1
OZAHLULAYO wofuna okukanukwayo; woba shushu ngakubo bonke ubulumko.
2
Isidenge asinyamekeli ukuqonda, sinyamek ela ukuzityila kwentliziyo yaso kodwa.
3
Kuti kwakufika okohlakeleyo, kufike nokudela; nakunye nehlazo kufika ukutuka.
4
Amazwi omlomo womntu ngamanzi anzulu; umtombo wobulumko ngumlanjana oncencezayo.
5
Akulungile ukubuka ubuso bokohlakeleyo, n okusonga olungileyo ekugwebeni.
6
Ukuteta kwesidenge kuyangena ekupikiswaneni, nomlomo wake uyabiza izibeto.
7
Umlomo wesidenge uyintshabalaliso kuso, nokuteta kwaso kungumgibe wompefumlo waso.
8
Amazwi omncetezi anjengamanxeba; ayehlela kwezipakati indawo zombilini wona.
9
Kanjalo onqenayo emsebenzini wake, ungumzalwana yena kumciti omkulu.
10
Igama likayehova liyinqaba yamandla; olungileyo uyabalekela kuyo, anqabe ke.
11
Imfuyo yesityebi isisixeko esinamandla saso; injengodonga olude ekuzindleni kwaso.
12
Ingekabiko imbujiswa, intliziyo yomntu inokuqanqalaza; kanjalo, lungekabiko udumo, luko ululamo.
13
Onika impendulo ngendawo engekayivanga, oko kububudenge kuye nehlazo.
14
Umoya womntu ungaxasa ubulwelwe bake; kodwa umoya okedamileyo ngubanina ongawunyamezelayo?
15
Intliziyo yoqondayo iyaqweba ukwazi; nendlebe yabalumkileyo iyafuna ukwazi.
16
Ibaso lomntu liyamenzela indawo; liyamkapela ebusweni babakulu.
17
Oteta kuqala kwelake ityala unga ulungile; kanti kufika ummelwane wake, amṙoṙonye.
18
Iqashiso liyapelisa amapike, lahlule pakati kwabanamandla.
19
Umzalwana owoniweyo ugqitisele isixeko esinamandla ngokungeyiswa; amapike anjalo anjengomvalo wenqaba.
20
Ngesixakato somlomo womntu, uya kuhlutiswa umbilini wake; ngenzuzo yomlomo wake uya kuhlutiswa.
21
Ukufa nokudliwa kwobomi kusemandleni alo ulwimi; nabo balutandayo, baya kudla isixakato salo.
22
Ofumene umfazi, ufumene into elungileyo; uzuzile imbuko kuyehova.
23
Ihlwempu liyateta imbongozo; kodwa isityebi siyapendula ngobulukuni.
24
Umntu onezihlobo ezininzi wozifaka engozini; kodwa kuko umhlobo ogqitisele umzalwana ngokunamatela.
← Chapter 17
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 19 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31