bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 29
Proverbs 29
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 28
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 30 →
1
UMNTU onokwohlwaywa futi, oti noko enze lukuni intamo yake, wobujiswa ngebaqo, kungabiko lusizo.
2
Nxa abalungileyo basebukulwini, abantu bayavuya; kodwa kwakupatwa ngokohlakeleyo, abantu bayagula.
3
Umntu otanda ubulumko, uyavuyisa uyise; kodwa odlelana nengnawokazi, uyacitakalisa imfuyo yake.
4
Ukumkani uyamisa ilizwe ngobugwebo; kodwa umntu owamkela amabaso uyalicita.
5
Umntu obongayo ummelwane wake, uyaneka utambo emanyateleni ake.
6
Ekwoneni kwomntu okohlakeleyo kuko umgibe; kodwa olungileyo uya kugcoba avuye.
7
Olungileyo uyalazi ityala lamahlwempu; kodwa okohlakeleyo akayi kugqala ukulazi.
8
Abantu bokugxeka bayapitizelisa isixeko; kodwa abalumkileyo bayanqanda umsindo.
9
Umntu olumkileyo akupikisana nomntu olihilihili, nokuba uyajala, nokuba uyahleka, akuko ukwonwaba noko.
10
Abantu begazi bayatiya oyinene; kodwa abalungisayo bayafuna umpefumlo wake.
11
Isidenge siyapumisa wonke umoya wake; kodwa ilumko liyawubamba mva.
12
Oyinkosi akupulapula ilizwi lobuxoki, bonke abakonzi bake bangabakohlakeleyo.
13
Ihlwempu nomntu wokubandezela bayahlangana; uyehova uyakanyisa amehlo abo bobabini.
14
Ukumkani opata amahlwempu ngenyaniso, iterone yake yoqiniswa kude kube ngunapakade.
15
Uswazi nokwohlwaya kuyanika ubulumko; kodwa umntwana oyekelwayo uyamhlazisa unina.
16
Kuti kwakwanda abakohlakeleyo, kwande ukwona; kodwa abalungileyo bokangela ukuwa kwabo.
17
Luleka unyana wako, waeya kukwonwabisa; ewe, wonika umpefumlo wako iziyoliso.
18
Nxa kungeko umboniso, abantu baba ngabangevayo; kodwa ogcinayo umteto, hai itamsanqa lake!
19
Osisicaka akayi kululekwa ngamazwi; nakuba aqondayo, akuko impendulo noko.
20
Uyabona na umntu onokunxama emazwini ake? kuko itemba ngaso isidenge pezu kwake.
21
Owondlayo isicaka sake ngobutataka kwa sebuntwaneni, soda sibe ngunyana ekupeleni.
22
Umntu onomsindo uyavusa ipike; nomntu osisibovubovu ufuti ekwoneni.
23
Ir̔atshi lomntu liya kumtobela pantsi; kodwa omoya utobekileyo wozuza udumo.
24
Owahlulelana nesela, uyatiya owake umpefumlo; uyeva isiqalekiso, angaxeli noko.
25
Ukwoyika abantu kwobeka umgibe; kodwa otembayo uyehova womiswa enyangweni.
26
Baninzi abafunayo ubuso benkosi; kodwa ukulungiswa kwabantu kuvela kuyehova.
27
Umntu wobumenemene uyintshontsho kwabalungisayo; kanjalo ondlela ilungile uyintshontsho kokohlakeleyo.
← Chapter 28
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 30 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31