bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 5
Proverbs 5
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 6 →
1
NYANA wam! pulapula ebulumkweni bam, utobele indlebe yako ekuqondeni kwam;
2
ukuze ugcine intelekeleliso, nomlomo wako ubambe ukwazi.
3
Ngokuba umlomo womfazi wasemzini utontsela incindi, nekuhlangubo lake lidlula amafuta ngobutelezi:
4
kanti ukupela kwake kuṙaṙa njengomhlonyane, kubukali njengesiṙele sisika ngamacala omabini.
5
Inyawo zake zihlela ekufeni; amanyatela ake abambela ehadesi.
6
Ukuze ungagqali indlela yobomi, iyajikajika imikondo yake, ukuba ungayazi.
7
Ngako kaloku, bonyanandini! pulapulani kum, ningahlukani nazo iziteto zomlomo wam.
8
Kwelelisa kude kuye indlela yako, ungasondeli ngaselucangweni lwendlu yake;
9
hleze unike kwabanye ukwomelela kwako, nakoyinqola iminyaka yako;
10
hleze bahlutiswe abasemzini ngobutyebi bako, nemisebenzi yako ebuhlungu ibe sendlwini yongaziwayo;
11
ude ugule ekupeleni kwako, kwakugqitywa inyama yako nomzimba wako;
12
uze uti: Hai ukutiya kwam ululeko, nokudela kwentliziyo yam isohlwayo;
13
ndingapulapulanga nje ilizwi lababonisi bam, ndingatobelanga indlebe yam nakwabafundisi bam!
14
Ndibe ndipants’ ukuba sebubini bonke, pakati kwomhlambi nentlanganiso.
15
Sela amanzi evela kwelako icibi, nezelo zipuma kwelako iqula.
16
Maiti imitombo yako ipangalale ngapandle, n emijelo yamanzi ezitarateni.
17
Maibe yeyako wedwa, ingabi yeyabasemzini kunye nawe.
18
Umtombo wako mautanyusanqeliswe; uze uvuyele umfazi wobutsha bako.
19
Makabe njeng examakazi elitandekayo newulakazi elihle; amabele ake makakuncamise ngamaxesha onke; lahlekela futi elutandweni lwake.
20
Yinina, nyana wam! ukuba ulahlekele kowasemzini umfazi, usingate isifuba songaziwayo?
21
Ngokuba indlela zomntu zipambi kwamehlo kayehova, nako konke ukuhamba kwake nyakugqala.
22
Ezake izikohlakalo zobijela okohlakeleyo; uya kubanjwa zintambo zesono sake.
23
Wofa yena engenalufundo; nangabo ubukulu bobuhilihili bake wolahleka.
← Chapter 4
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 6 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31