bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 21
Proverbs 21
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 22 →
1
INTLIZIYO yokumkani isesandleni sikayehova njengayo imijelo yamanzi; uyayitobela ngakuko konke akutandayo.
2
Yonke imikwa yomntu ifanele kwawake amehlo; kodwa uyehova uyazilinganisa intliziyo.
3
Ukwenza ubulungisa nobugwebo, kuqasheka kuyehova pezu kwedini.
4
Ukupakama kwamehlo, nokukukumala kwentliziyo, n okukanya kwabakohlakeleyo, kusisono.
5
Amaqinga okuteleyo ayayelela ekwandeni kodwa; kanti awabo bonke abanxamileyo, ekusweleni kodwa.
6
Ukuzuzwa kwendyebo ngolwimi lwobuxoki, ku njeng omoya opepukileyo wabo bafuna ukufa.
7
Ukubada kwabakohlakeleyo kwobakukulisa; ngokuba bemangala ukwenza ubugwebo.
8
Ondlela ijikajikayo, ungumntu onetyala; kodwa oyingcwele, umsebenzi wake ufanelekile.
9
Kulungile ukuhlala egumbini pezu kwendlu, ngasekubeni kuhlalwe nomfazi wamapike nasendlwini yobudlelana.
10
Umpefumlo wokohlakeleyo uyakanuka ububi; umhlobo wake akafumani ufefe emehlweni ake.
11
Ngokwohlwayiwa kwomgxeki, solumka isidenge; nangokufundiswa kwelumko, liya kwamkela ukwazi.
12
Olungileyo uyanakana indlu yokohlakeleyo; uyabeyelisela abakohlakeleyo ebubini.
13
Oti vingci indlebe yake ekukaleni kwehlwempu, kwa yena uya kubiza, angaviwa ke.
14
Isipo emfihlekweni siyadambisa uqumbo, nebaso esifubeni umsindo onamandla.
15
Kuluvuyo kolungileyo ukwenza ubugwebo; kodwa intshabalalo yoba kubo abenzi benkohlakalo.
16
Umntu olahleka kuyo indlela yobutelekelelo, uya kuhlala entlanganisweni yabafileyo.
17
Otandayo imihlali woba ngumntu osweleyo; otandayo iveyine neoli akayi kutyeba.
18
Okohlakeleyo woba sisizi ngenxa yolungileyo, nowenza ngobuxoki endaweni yabalungisayo.
19
Kulungile ukuhlala ezweni elilubala, pezu kwokokuba kuhlalwe nomfazi wamapike nomsindo.
20
Kuko indyebo enqwenelekileyo neoli ekayeni lolumkileyo; kodwa umntu osidenge uyayigqiba.
21
Oputumayo ubulungisa nobubele, uyafumana ubomi, n obulungisa, nodumo.
22
Ilumko liyanyukela esixekweni samaṙoti, liwise pantsi amandla etemba laso.
23
Ogcinayo umlomo wake nolwimi lwake, uyagcina umpefumlo wake ebunzimeni.
24
Ovutelene ngokuzidla, ungumgxeki igama lake; uyenza ngokukukumala kwer̔atshi.
25
Inkanuko yevila yolibulala; ngokuba izandla zalo zimangala ukusebenza.
26
Imini yonke liyakanuka kakulu; kodwa olungileyo uyapa, angavimbi ke.
27
Umbingelelo wabakohlakeleyo uyintshontsho; kangakananina ngakumbi ke bakuwuzisa ngeqinga elikohlakeleyo?
28
Inqi̔na lobuxoki loti tshabalala; kodwa umntu ovayo, uya kuteta kadeshe.
29
Umntu okohlakeleyo uyabomeleza ubuso bake; kodwa olungisayo, yena woqinisa indlela yake.
30
Akuko bulumko, akuko nangqondo, akuko nacebo, eliya kuma ngakuye uyehova.
31
Ihashe liyalungiselwa imini yokulwa; kodwa ulwoyiso lo lukayehova.
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 22 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31