bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Proverbs 2
Proverbs 2
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 3 →
1
NYANA wam! ukuba uya kwamkela iziteto zam, uyibekele kuwe nemiyalelo yam;
2
ukuze unikele indlebe yako ebulumkweni, utobele intliziyo yako ekuqondeni;
3
ewe, ukuba uya kubiza ingqondo, upakamisele ilizwi lako ingqiqo;
4
ukuba uya kubufuna njengesilivere, ubupengulule njengendyebo eziselelweyo;
5
uya kwandul’ ukuqonda ukwoyikwa kukayehova, ufumane ukwaziwa kukatixo.
6
Ngokuba uyehova esipa ubulumko; ukwazi nokuqonda kuvela emlonyeni wake.
7
Uyabekelela abalungileyo usizo; ulikaka kwabalungisa ukuhamba kwabo:
8
aze alinde indlela zobugwebo, agcine umendo wabangcwele bake.
9
Uya kwandul’ ukuqonda ubulungisa, nobugwebo, nolungelelwano, — yonke imikwa elungileyo.
10
Okuya ubulumko buya kungena entliziyweni yako, nokwazi kuya kuba mnandi empefumlweni wako;
11
intelekeleliso yokugcina, ingqiqo yokulinda:
12
ukuba usindiswe endleleni yokohlakeleyo, nas emntwini oteta izinto zobumenemene;
13
abashiya indlela zokulunga, ukuze bahambe ezindleleni zobumnyama;
14
abavuyela ukwenza inkohlakalo; a bagcoba ngobumenemene bokohlakeleyo;
15
abandlela zigwenxa, benokanda emikweni yabo:
16
ukuba usindiswe kuye umfazi wasemzini, kulowo ungaziwayo, ozenza butelezi iziteto zake;
17
oshiyayo umhlobo wobutsha bake, alibale ucebano lwotixo wake.
18
Ngokuba indlu yake itshonela ekufeni, nendlela zake kubafileyo.
19
Bonke abangenayo kuye abayi kubuya; abayi kufumana indlela zobomi kanjako.
20
Ukuze uhambe endleleni yabalungileyo, nendlela zabalungisayo uzigcine.
21
Ngokuba abayinene beya kuma umhlaba, nabafezekileyo beya kusala kuwo.
22
Kodwa abakohlakeleyo baya kunqanyulwa emhlabeni, nabenzayo ngobuxoki baya kudonyulwa kuwo.
← Chapter 1
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 3 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31