bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Judges 12
Judges 12
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 13 →
1
Kekaloku amadoda akwa‐Frayime ebebizelwa ndawonye, awela aya ngasenode, ati ku‐Jefeta: Yinina ukuba wadlula ukuya kulwa ngakulo usapo luka‐Hamoni, ungasibizanga tina siye nawe? indlu yako soyitshisa pezu kwako ngomlilo.
2
Wayesiti u‐Jefeta kuwo: Mna nabantu bam sibe sinempikiso enkulu nosapo luka‐Hamoni; ndaza ndabiza nina, kodwa anandisindisa esandleni salo.
3
Ndati ndakubona ukuba anandisindisa, ndabeka umpefumlo wam esandleni sam, ndadlula ndaya kulo usapo luka‐Hamoni; waza uyehova walunika esandleni sam: ngako kunganina ukuba ninyukele kum namhla nje, ukuza kulwa nam?
4
Wandula u‐Jefeta wahlanganisa onke amadoda ase‐Gileyadi, walwa nama‐Frayime: aza amadoda ase‐Gileyadi abeta ama‐Frayime, ngokuba ebesiti: Nina ningabasindileyo bama‐Frayime; ama‐Gileyadi epakati kwe‐Frayime ne‐Manase nje.
5
Kekaloku ama‐Gileyadi apangela ama‐Frayime ukubamba amazibuko ase‐Yoredane: kwaza kwati, nxa abasindileyo bama‐Frayime bati: Mandiwele; andula amadoda ase‐Gileyadi ati kuye: Ungum‐Frayime na? Ukuba wati: Hai;
6
andula ati kuye: Yiti ke i‐Shibolete; kodwa wati i‐Sibolete; ngokuba ebengenakulungisa ukuteta njalo. Aza ambamba ambulala ngasemazibukweni ase‐Yoredane. Kwawa ke ngeloxesha kuwo ama‐Frayime amawaka angamashumi mane anamabini.
7
Waye u‐Jefeta wagweba o‐Sirayeli iminyaka yamitandatu. Wada wafa u‐Jefeta um‐Gileyadi, wancwatywa ezixekweni zase‐Gileyadi.
8
EMVA kwake, u‐Bitsane wase‐Beteleheme wagweba o‐Sirayeli.
9
Wayenonyana abamashumi matatu, nentombi ezimashumi matatu, o wazendisayo ngapandle, nentombi ezimashumi matatu wazingenisela onyana bake zivela ngapandle. Wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yasixe̔nxe.
10
Wada wafa u‐Bitsane, wancw̔atywa e‐Beteleheme.
11
Emva kwake, u‐Eloni, um‐Zebulone, wagweba o‐Sirayeli; wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yalishumi.
12
Wada u‐Eloni, um‐Zebulone, wafa, wancw̔atywa e‐Ajalone, elizweni lakwa‐Zebulone.
13
Emva kwake, u‐Habedoni, unyana ka‐Hilele, um‐Piratone, wagweba o‐Sirayeli.
14
Wayenonyana abamashumi mane, nonyana bonyana abamashumi matatu, abakwela pezu kwamatole amaqwaṙashe angamashumi asixe̔nxe: wayegweba o‐Sirayeli iminyaka yasibozo.
15
Wada wafa u‐Habedoni, unyana ka‐Hilele, um‐Piratone, wancw̔atywa e‐Piratone, ezweni lakwa‐Frayime, entabeni yama‐Amaleki.
← Chapter 11
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 13 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21