bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
Judges 17
Judges 17
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 18 →
1
KWABEKUKO indoda yasentabeni yakwa‐Frayime, egama belingu‐Mika.
2
Yayisiti kunina: Ishekele zesilivere eziliwaka linekulu, ezibe zitatyatwa kuwe, obuqalekisa ngazo, nobuteta ngazo nasezindlebeni zam, nantsi ke isilivere leyo inam; mna ndiyitabatile. Waza unina wati: Mautanyusanqelwe nguyehova, nyana wam!
3
Yandula yabuyisela kunina ezo zishekele zesilivere ziliwaka linekulu. Koko wati unina: Bendigqibele ukuyingcwalisa isilivere leyo kuyehova ivela esandleni sam, ibe yeyonyana wam, ukuba kwenzwe umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso otyityishiweyo; ngako kaloku ndoyibuyisela kuwe.
4
Kodwa yabuyisela isilivere leyo kunina. Waza unina watabata ishekele zesilivere ezimakulu mabini, wazinika kwincibi, eyenza ngazo umfanekiso oqingqiweyo nomfanekiso otyityishiweyo; owabuko endlwini ka‐Mika.
5
Kekaloku indoda leyo u‐Mika ibinendlu katixo, yenza iyefodi neterafi, yazalisa isandla somnye konyana bayo, owaba ngumperisite wayo.
6
Ngalomihla bekungeko ukumkani kwa‐Sirayeli; abanye ngabanye bakwenza okufaneleyo emehlweni abo.
7
Kwaye kuko indodana yase‐Beteleheme‐juda, eyesizalwane sika‐Juda, ebingum‐Levi, ebipambukele kona.
8
Yati indoda le yemka esixekweni eso, e‐Beteleheme‐juda, ukuya kupambukela apo iya kufumana indawo kona: yada yafika entabeni yakwa‐Frayime, endlwini ka‐Mika, ukwenza ihambo yayo.
9
Waza u Mika wati kuyo: Uvela pina? Yayisiti kuye: Ndingum‐Levi wase‐Beteleheme‐juda; ndiyahamba ukuya kupambukela apo ndiya kufumana indawo kona.
10
Wandula u‐Mika wati kuye: Hlala nam, ube ngubawo nomperisite kum, ndandiya kukunika ishumi leshekele zesilivere ngomnyaka ngomnyaka, nezivato ezifanelekileyo, nokutya kwako. Waza um‐Levi waya naye.
11
Kwa njalo um‐Levi wavuma ukuhlala nalondoda; yaza indodana leyo yaba njengomnye wonyana bayo kuyo.
12
Waye u‐Mika wazalisa isandla som‐Levi, yati indodana le yaba ngumperisite wake, yabiko endlwini ka‐Mika.
13
Waza wati u‐Mika: Kaloku ndiyazi ukuba uyehova uya kundenzela okulungileyo, ngokuba ndinom‐Levi abe ngumperisite wam.
← Chapter 16
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 18 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21