bible
ra
🌐 Language
English
Español
Français
Deutsch
Português
Italiano
Nederlands
Русский
中文
日本語
한국어
العربية
Türkçe
Tiếng Việt
ไทย
Indonesia
All Languages
Home
/
Xhosa
/
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
/
1 Samuel 21
1 Samuel 21
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 22 →
1
WANDULA weza u‐Davide e‐Nobe ku‐Ahimeleki umperisite: waye u‐Ahimeleki wamkaulela u‐Davide ngokungcangcazela, wati kuye: Yinina ukuba uwedwa, ingeko indoda nawe nje?
2
Waza u‐Davide wati ku‐Ahimeleki umperisite: Ukumkani undiyalele umcimbi, wati kum: Makungaziwa mntu nanye into yalomcimbi endikutumileyo ngawo, nendikuyalele wona; kanjalo amadodana ndiwanqopisele indawo etile.
3
Ngako kaloku, yinto nina epantsi kwesandla sako? nikela izonka ezihlanu esandleni sam, umhlaumbi oko kusukuba kuko.
4
Waza umperisite wampendula u‐Davide, wati: Akuko isonka esingengcwele pantsi kwesandla sam, kuko kodwa isonka esingcwele, ukuba amadodana azigcinile ebafazini kupela.
5
Waza u‐Davide wampendula umperisite, wati kuye: Ngenyaniso abafazi babanjiwe kuti izolo nezolo elinye, nxa ndapumayo; kanjalo izitya zamadodana zingcwele; neso sesingati sisonka esingengcwele, nangokukodwa nxa siya kungcwaliswa namhla esinye esityeni.
6
Waza umperisite wamnika isonka esingcwele; ngokuba bekungeko kona isonka ngapandle kwezonka zokubonakala, ezibe zisuswa pambi kwoyehova, ukuze kubekwe isonka esifudumeleyo ngomhla wokususwa kwazo.
7
(Kwaye kuko kona indoda ezicakeni zika‐Saule ngalomhla, ebibanjezelwa pambi kwoyehova, egama belingu‐Dowegi, um‐Edome, inkosi yabalusi aba lunge ku‐Saule.)
8
Wati u‐Davide kanjako ku‐Ahimeleki: Kanene akuko apa na pantsi kwesandla sako intshuntshe umhlaumbi iṙele? ngokuba ndingatabatanga esandleni sam kwa neṙele lam nezixo̔bo zam, ngokuba umcimbi wokumkani ubunxamile.
9
Waza wati umperisite: Iṙele lika‐Goliyate um‐Filistiya, obumbulala emhlanjeni wemikoba, nali lilapa, lisongiwe engutyeni emva kweyefodi: ukuba uya kuzitabatela lona, litabate; ngokuba lingeko limbi ngapandle kwalo. Wayesiti u‐Davide: Akuko elinjengelo; linike kum.
10
Wesuka ke u‐Davide, wesaba ngalomhla ebusweni buka‐Saule, waya ku‐Akishe ukumkani we‐Gate.
11
Zaza izicaka zika‐Akishe zati kuye: Lo asi nguye na u‐Davide, ukumkani welizwe? abavumanga ngaye na emidudweni, besiti: u‐Saule ubulele amawaka ake, kodwa u‐Davide amawaka ake alishumi?
12
Waye u‐Davide wabekela lamazwi entliziyweni yake, woyika kakulu ngenxa ka‐Akishe ukumkani we‐Gate.
13
Ngako wayenza yimbi ingqondo yake emehlweni abo, wazenzisa igeza ezandleni zabo, waṙwela pezu kwengcango zesango, wahlisela amate ake eludevini lwake.
14
Waza u‐Akishe wati kuzo izicaka zake: Kangelani, niyabona lendoda ukuba iyageza: yinina ukuba niyizisile kum?
15
ndinokuswela abagezayo na, ukuba nimzisile lo ageze pambi kwam? uya kuza lo endlwini yam yinina?
← Chapter 20
Jump to:
Chapter 1
Chapter 2
Chapter 3
Chapter 4
Chapter 5
Chapter 6
Chapter 7
Chapter 8
Chapter 9
Chapter 10
Chapter 11
Chapter 12
Chapter 13
Chapter 14
Chapter 15
Chapter 16
Chapter 17
Chapter 18
Chapter 19
Chapter 20
Chapter 21
Chapter 22
Chapter 23
Chapter 24
Chapter 25
Chapter 26
Chapter 27
Chapter 28
Chapter 29
Chapter 30
Chapter 31
Chapter 22 →
All chapters:
1
2
3
4
5
6
7
8
9
10
11
12
13
14
15
16
17
18
19
20
21
22
23
24
25
26
27
28
29
30
31